Molo adm ndicela undikhuphele lentlungu ayoyasijolo ndicela nikhe - TopicsExpress



          

Molo adm ndicela undikhuphele lentlungu ayoyasijolo ndicela nikhe nindicebise bethunana ndinengxaki ngoDabs wam oswelekileyo ngoku into eyenzekayo ebene Id ezimbini eyakowabo neyasemzini ngoku kwa home affairs bamenzela iDeath certificate ngale yakowabo kuba befuna ukumcima epeyini kanti embuthweni wakhe wongcwatywa ubhalise ngale yasemzini ngoku umbutho uthi awuzukhupha mali uzokhupha ibhokisi qha, kuba bafuna kwenziwe enye ideath certificate le ebebhalise ngayo pha kubo kube ngenziwa iaffidavit yoba lomntu nyani ubhubhile bamile sana.khanicebiseni bethuna singenza ntoni okanye xa sinoyoyenza ePretoria ingathatha ixesha elingakanani le death certif ifunwa ngulomntu #Lucs
Posted on: Wed, 24 Sep 2014 11:20:09 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015