Molweni ke tshomi zethu! Siyathemba ke ukuba nisebahle, - TopicsExpress



          

Molweni ke tshomi zethu! Siyathemba ke ukuba nisebahle, nisancumile, nisaphilile! Kukho nje isaziso ke nto zakuthi; Amaxesha athanda ukutshintsha namhlanje, insert yanamhlanje ingena ngo 10:00am not (09:30) isizathu sesi, sibuxakeka kakhulu namhlanje, sobabini futhi. Kodwa zontathu iziqendu ziyeza! Xa zi late, ninga khathazeki, lulibaziseko nje lwanamhlanje. Sicela nisinyamezele. Niyayazi ke nina, ukuba ningabona bathandwayo, niyathandwa ke! Heeee awancuma! Ubungayazi nha lonto? Le ke yokuba siyazifela ngawe? Sibonane ngo 10:00am ke. Narrators #DOIZ
Posted on: Tue, 01 Oct 2013 06:07:04 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015