Mxolisi Nxasana, National Director of Public Prosecutions kuvele - TopicsExpress



          

Mxolisi Nxasana, National Director of Public Prosecutions kuvele ukuba waabulala umntu esena 18 years. Uthi zange acinge to disclose because it was self defence and kwakukudala. Ingaba ucinga ukuba iinkokheli zethu, whether in churches, communities,etc. zimele ukuchaza izinto ezifana nezi ukuze umntu aziwe futhi ingazovela sele kukudala? Okanye ayikuhluphi nganto wena lonto as long as umntu waye wathotha ejele okanye wohlwaywa, or waxolelwa?#TOPIC
Posted on: Wed, 04 Jun 2014 05:40:39 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015