Ndithule ke kuba nizothi ndithetha okomfazi? Le page elekwelanga - TopicsExpress



          

Ndithule ke kuba nizothi ndithetha okomfazi? Le page elekwelanga ingenelwa zi fans eziyi 300 or more,so usuka ngoku ndicela uveza nje umba othi umntu xa engayithandi ijoke makayiyeke idlule anga commenti,lento ndizoyibhala everyday ndilungiselela uba noba ufika ngoku awayithanda ijoke uyazi nditheni! Bonke abathi ayibachazanga la joke yokuqala ndicela nike nihloniphe nje umthetho wale page wothula,its puzzling into yoba ijoke ifundwe yi 29 240 yabantu,bathule kubekho abahlanu abazoyigxeka ngo commenter,I mean ndiyayazi soze sihlekiswe yinto enye sonke bt engabachazanga bazithulele ndiyayazi lonto,so lo uzothetha ukusa ngotheni yena? Uyabona ndibhala ndingakhathazekanga bt ndine worry yoba xa sigxekana siyayimosha le page,we destroying da rules of this page! Xa ingakuchazi thula please! If uphikisana nale ndiyithethayo kwesi status uthule nawe please! #Zwelie
Posted on: Thu, 05 Sep 2013 07:26:25 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015