Ndiyi ntombi enemi nyaka eyi 19 ndashiwa ngumama ndina 10 ndaye - TopicsExpress



          

Ndiyi ntombi enemi nyaka eyi 19 ndashiwa ngumama ndina 10 ndaye ndahlala ku lotata kwathi ngo 2011 kwa sweleka utata waye phangela utata ngoku kulo tata bathatha kwanto eyayi thengwe ngu tata bathengisa mzi ngoku ndaye ndafumana indoda yandenza umfazi yalobola kulo tata last week bendiye kulo tata kuba emzini kufuneka ndiselwe isiko bandithuke bashiya abalilibele andazi nokuba ndihambe kulomzi okanye ndihlale coz umama zala uyandithuka ngalonto indoda yam yona yandi thanda ndicela nindi bonise ukuba ndenze njani #vezuthando
Posted on: Sun, 24 Nov 2013 12:49:29 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015