Plz hide my ID I nid advice. Ndingusisi ona 35 ndinabantwana ba3 - TopicsExpress



          

Plz hide my ID I nid advice. Ndingusisi ona 35 ndinabantwana ba3 ngabotata omnye, ndabafumana ababantwana emhlaliswaneni.. Okay 3 years ago uvele watshintsha umntu wajola wandigxotha, okay ndathutha abantwana bam ndahamba ndozirentela eyam ihoki. Iminyaka mithathu zange wandinika necent endincedisayo ekukhuliseni abantwana, oko ndisiwa ndivuka nababantwana ndiphangela kwaShoprite ndipeya iR450 ngeveki. Ngk oko uqalile unyaka andiphangeli besixhomekeke kulegrant yababantwana, ndiye ndaya ecourt apha kuOctober ndiyosapotisa lendoda kuba ilipolisa. Ngoku sizayovela ngoMvulo ecourt, sukela mhla waservwa ufowuna ubusuku nemini ebuza abantwana banjani, ude wathi ekugqibeleni uzabathatha ababantwana bayohlala naye qha ufuna ukubahlawula kuqala , mna zendithi ecourt ndicela lihlehliselwe uApril ityala, ngoba uyabonus ngoMarch uzobahlawula bese abathathe. Mna andisiboni isizathu sokuba kubengona anomdla wabantwana ngk ngaphandle koba esoyika isapoti, ndicela ingcebiso bahlobo bam. Nosva
Posted on: Wed, 27 Nov 2013 14:34:44 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015