Season 5: Episode 90: We kissed for a very long time but we - TopicsExpress



          

Season 5: Episode 90: We kissed for a very long time but we eventually stopped. He had this naughty smile on his face and he said, Yuuuuh yinto endizakuyithini le? Me, Yantoni ngoku? Hlanga, Ndzongena njani endlini? Iva apha. He placed my hand on his magic wand and he was sooo hard. Me, Abekho abantwana bakwaMagxaki. Hlanga, Ow perfect. Me, Ngok bendicimba awuzofuna ulala ungababonanga? Hlanga, Ndobabona ngomso Zingce kamnandi abayazi ba ndikhona, njengawe ubungayazi. Tsi kuye kwakho into ethi xhungu ndaziva ndinyukelwa luvalo a little, ndithini kanene? Ndimxelele uHlanga kwenzeke ntoni? What if he thinks there is more to it? But there isnt more to it moss Joseph abused Nonie and I used that against him. I actually didnt use it against him because I didnt threaten to expose him or anything qah bendikade ndingenaso isizathu sokumthembisa ngokumbulala kuba bezenza umntu olungileyo but because he was such a sick man I wouldnt have given a f*ck if I had killed him for not taking my husband out, he deserves to die anyway. Ndiyafuna umxelela uHlanga into eyenzekileyo but for some reason Im scared, ingathi he is gonna see right through me and see that I had lead Joseph on. Hlanga, Hay bo ingqondo yakho iphi ngok? Me, Ayinintsi into endiyicingayo baby, Im just so happy to see you and I just do not know how I can make this night more special and perfect. Kuthweni phana? Why are you out? Hlanga, I have just the idea to make this night special. How about we walk insde the house first, then make love because Im sure there are a lot of spider webs I need to take care of down there, then we take a shower, then you wear that dress for me, as I dress up too, then we go out for supper and I will tell you all about prison. I smilled and said, That could work. He grabbed my hand and we rushed towards the door. We went in and he locked it. Akakhange alibazise any further ke niyamazi uHlanga unjani yeka nje ukuba ebona uSizwe ubaligintsa leempundu. We went straight for the bedroom, khange sivale nelocango. He threw me on top of the bed ndanendawo ebhampayo, bekucaca apha emehlweni ba uqhutywa yindlala. He took off his pants and tee shirt and got on top of me and we kissed he pulled down my pjama shorts and panties at the same time and he didnt even bother himself nge vest yam. Maarn mandingaqhubekeki kuse early maybe later will be a good idea ;). Let me wrap that up by saying that we had a rather hard core session there and I loved every second of it. Kalok nam ndimgqibele kudala and nasekuqaleni bibhlungu kamnaaaaandi maarn. After that we took a shower and then dressed up yangathi siya kwi first date kodwa siphuma kunye apha endlini. We went to Finnez and we orders some food and wine satya ke sancokola. The topic of how he came out arose again. He said, Ndihleli ke pha namhlanje, ndabizwa. Bendicimba ilawyer yam ize njee kanti uzokundixelea ukuba everything that tied me to all those cases I was accused of had disappeared. Asiyazi ke nathi yenzeke njani lonto and baby I really had nothing to do, maybe ziyalahleka manyani iidockets after all nangona ixesha elininzi sube zithathwe ngabantu. Me, So nje kanjalo yaphelela apho? Hlanga, Ha.a baby ixoxiwe imin yonke yaninzi into qah ndabe ndizixelele ba I am not spending any more time pha bengenanto nakungqina that they can hold against me and nangoku noba inobuya abanokuyisebenzisa because bekukho umntu who had it illegally so abanoyazi ba utshintshe ntoni wathini, so yes, I am a free man. Me, You have no idea how happy I am. Hlanga, I know, it couldnt have been easy without you. Me, The kids will be so happy, bebekubuza. Hlanga, Ndinepicture ka nana wam esithi Nunu udaddy uzobuya nini? Ow umtanam. I laughed, umlinganisile kakuhle nangala voice incinci, ibond ka Nandim noHlanga is just something else. Me, Lonto uyamkwazi, ngecawa ke siya ecaweni ngoba baya perfomer futh ke uAmyoli kuthiwa uzocula isolo. Hlanga laughed and said, Bayodhana abobantu becawa xa eyihleka elila uAmyoli kufuneka eculile. Me, Hay baby have some faith userious ngalento oko besith urester ivoice yakhe kuleveki. Hlanga laughed and said, Mxm akukhomntu ungu Amyoli. Me, Behleka abanye ngok uLizalise endibhanxa esithi uvela kuSihle ngeloxesha uLunje uth kukho intombi ebethe kuyo mayiyo tshintsha uzakubuyela kuyo. Hlanga, Hey uyakhula uLizalise and uzakuwathanda amantombazana if uzakufuza uNtombi. I laughed, I got what he meant. Me, Ungakhe ulinge uzenze clever ngomama womntwana wam, wena wawunjani ungakaya? Hlanga, That is different. Me, By the way kukho iget together ngomso ke endlini to welcome Nonie and the twins qah ke itwins azikho invited kuthwe yeka Liza noNonie and their friends, nam bendigxhotiwe qah ndaqina phof ke izoba seback not in the main house. Hlanga, Kanti bendicinga si invite ifriends zethu nathi ngomso sipholeni njeee maybe siphume late. Me, We can do that bahoyane pha eback bona. Hlanga just smiled. Me, So sobiza uLisa noSizwe. Hlanga, NoBabalwa noZwaai. Me, ULinda nooooo Tham Thamsanqa bona? Hlanga, Uyamkhumbula dhan uThamsanqa? Me, Its just that Linda has been through a lot, Thamsanqa umithise umntwana pha eskolweni kuthi nangoku. Hlanga, Makaze yedwa ke uLinda. Me, Hay maarn babLinda iyamhlupha into yosbona sonwabile engekho owakhe umyeni, its time you forgave Thamsanqa, hes having a baby with my little sister remember. Hlanga, Fine but if he gives you one dirty look ndizakumtrapa. I laughed and said, Okay baby. Hlanga, Thamsanqa andimaz ufuna ntoni ebantwaneni enomfazi. Me, Akoneli tu uThamsanqa, makazi uthi nimithisa ingath nikufundele umithisa nina nobabini. Hlanga laughed, Bonke ke abam ngabakho. I smiled. Hlanga, Unjani umakazi yena? Me, Uryt qah une cancer yesibeleko but we are sorting it out. Hlanga, Hay nakanjani, we must get the best doctors ngumamazala wam lowa andifun angabi ryt. I smiled, umthanda nyan ke umakazi. Hlanga, Its a pitty uMonwabisi engazubakho si celebrate kunye ngomso. Me, His time will come uzobuya naye. Hlanga, I hope that happens soon. Me, He will come out suzihlupha. Hlanga, Yeah, uNoxy yena akazuza? Me, No. Hlanga, Zingce awumkhumbuli uNoxy? Me, Ndikhe ndimcinge. Hlanga, Call her. Me, No. Hlanga, Awuzange ude undixelele nokuba kwenzeka ntoni. Me, Abantu xa usweet uzilungele baske bacimbe bangazenzela unothanda, not kum ke. Hlanga, So usaqumbile. Me, No I forgave her a long time ago but because I was not in the wrong I am going to wait for her to see her mistake enze into ngalonto, otherwise ndedlula kuyo. Hlanga, Heeey kodwa ifemales. Me, Sitheni? Hlanga, Nihlelinje nicinga nzulu. Thina ba kukho I outa yakho ekuqhelayo uyayi trapa same time iphele yonke lonto. I laughed, me, Ingath into engapheliyo bubugintsa apha entloko kuwe. Hlanga, Zingce you just preached forgiveness to me okanye bumkhumbula nyani uThamsanqa? Me, Oh wena ukhumbula uNoxy? Hlanga laughed and shook his head. He said, Isikhwele madlamini. Me, look the difference between us is that uThamsanqa noba befuna uthetha nawe bengazukwazi ukuza because uyakoyika where as ba uNoxy uzile andizumbuza nto mna because andisekho kulonto. Hlanga, Ndikuvile ke and ndikuyekile. Me, Nantsoke. Me, How are the new kids settling in? Me, Quite well, nguNonelelo omdala and the twins are Buhlali and Bulali. Hlanga, Its good to hear that, sishota ngemfusi ngoku siyazi sigqibile. Me, Baby number eleven? Noba awuziva. Hlanga, Hay phof ndiyamazi mna uHlanga, jonga yi grootman uHlanga yi bozza yam leya... Bethela straight ezipalini shaye pha igoal nawe ke ube ungamanga ngepavi, njemba uzenza ingath awufun nje ngoku. Me, Youre so full of yourself. Hlanga, Masigqibe apha sigoduke ngok, ndiyabawa. Me, Qala awuzundimithisa? Hlanga, I cant make any promises. Me, Hhheh. Hlanga laughed, he said, Okay ke masambe siyo practiser umithisana. I laughed and just shook my head. Hlanga, Awuseqhoshe. Me, Uyazibona ke? And I blushed even more. Hlanga, Hey ndikukhumbule kodwa mama uMawonga Me, I missed you more. Hlanga uye wabheka-bheka looking for our waitress. Him, Makeze so we can get out of here and go make babies, yuh I mean rehearse. I laughed, I missed my husband iske yangathi ngaske ndiphinde ndilile indlela ebendimkhumbula ngayo.
Posted on: Mon, 28 Jul 2014 12:33:43 +0000

Trending Topics




We wrote a piece on the ill.Gates about the advantages of
St. Brigit and reconstructing the Goddess Brigit- tomorrow the 1st
Cheap Discount Dean Tribal Performer Guitar with Tribal Inlay on
PA STATE POLICE - BEDFORD SINGLE VEHICLE
Disco Days (Pink) Fine Jersey T-Shirt On tinyurl/8k861h35g7 you
Porque me da igual, lo que piense mi alrededor, no saben lo que
[[Check price Black Friday 2013:]]Healthrider 600HRC Treadmill
According to this school of thought, which is based on the seminal

Recently Viewed Topics




© 2015