TOPIC: Ingxelo ezikhutshwe liziko lenkcukacha manani loMzantsi Afrika ziveza inkxalabo ngendlela iintsapho eziphila ngayo kwelilizwe, nanjengoko kumathuba amaninzi abantwana abakwi minyaka engaphantsi kwemi-5 bekhula ngaphandle kwabazali, ikakhulu ingotata abaye bangabikho ezimpilweni zabantwana ntoleyo ebangela abantwana bahlupheke. Q: Yintoni engenziwa ukuphucula iimeko imeko zabantwana abakhulu phantsi kwazo, kwanokulwa intlupheko.
Posted on: Thu, 02 Oct 2014 09:43:36 +0000
Trending Topics
Recently Viewed Topics
© 2015