There are things that does not need your money they just come by - TopicsExpress



          

There are things that does not need your money they just come by grace of God which reminds me of the lame Man who encountered the man of faith Peter with John,Peter said I do not possess silver and gold, but what I do have I give to you: In the name of Jesus Christ the Nazarene-- walk! uThixo akakhi phezu kwesinye isisekelo esingesiso esakhe. uthi xa efika endaweni adilize bonke ubutyebi obungekho sebulungiseni bakhe aqale igama lakhe ukuze kuphakanyiswe amandla akhe. Akanokuguqula uThixo uphila ngokwebela abantu angathi buchithi obobutyebi ubuphindise or buphele kancane kancane ngoba uqala into eyeyakhe akalakheli igama lakhe ezintweni ezingamampunge. Ndinesiqinisekiso lendoda yaphelelwa yimali yamalizo ngoba yayihlala icela amalizo, xa iphiliswa ilahlekwa yilamali yemihla ngemihla ebiyiqokelela, kodwa ivuyela ukuba uThixo eyiphakamisile kwisimo ebikuso .You loose the things you thought were valuable in order to get eternal life. if it was today this man would have lost his grant for disabled people. I am certainly sure you also lost friends or other things which you thought were good for you but God saw that you will never get anywhere with them.#letGodstart&finish
Posted on: Mon, 18 Aug 2014 11:16:39 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015