Ubomi Bam Emzini Season 2# Episode 58 Insert >> - TopicsExpress



          

Ubomi Bam Emzini Season 2# Episode 58 Insert >> 158 During Lunch time my fone rang, it was uSipho, (ndandingcangcazela ndingekayibambi, umthandazo wam ikukuba ndive iindaba ezimnandi.) Me : myeni wam! Sipho : Ey sthandwa sam , siphuma kwimeeting(he said that with umoya ophantsi, ndavele ndangazi noba mandithini, i just knew nje uba izinto azihambanga kakuhle)… Me : Ooo…so kuhambenge njani love! Sipho : izinto azihambanga kakuhle tu Dlamini, kuthathwe kwaba ekudala bephamgela pha basiwa eMuzenberg , abanye bazoba seDurban, yi 12 yonke edendiweyo, Sizoncokola kakuhle late sthandwa sam, i got to go, bayasibiza eoffisini uba siyosigner. Me : Kulungile sthandwa sam, uqine ke myeni wam ungazistress,, sizothetha late ke. (we said our goodbyes and hanged up, i was a bit dissapointed ziziphumo, kodwa ke andamsola uThixo ndazixelela uba uyayazi into ayenzayo. Ixhala lam yayinguSipho ngoba ndandiyiqonda nje uba ayimphathanga kakuhle tu ke le yokuba aphulukane nomsebenzi wakhe. Unlike us, amadoda awakwazi ukumelana nentlungu, especially intlungu yokulahlekelwa ngumsebenzi , lonto ivele iyehlise iself esteem yabo, ibatshintshe umntu azibone ngathi usisahluleki, …They just cant deal with that. Uphuma kwethu emsebenzini, ndafika kuqala endlini, i helped uSisi to prepare isupper, ugqiba kwethu wafika uSipho, wabe ethyafe nyani, idisapointment yayibhalwe ebusweni bakhe. (It was really hurting me to see him like that, yayingathi uzosuka akhale kakhulu, I welcomed him, took his bag ndayoyibeka eroomini, he followed me to the room, wafika wazijula ebhedini, (being in the same situation for the secwnd time in life is never easy at all)…ndavala ucango, ndandingayazi noba mandithini, Kuyo yonke into i knew uba into eyayifuneka ngalomzuzu was isupport yam, ndala apha ecaleni kwakhe, and brushed his head with one hand. Me : Myeni wam, i know kubuhlungu, kodwa ndiyakucela Mthimkhulu, ndicela ungacingi ujule, we have been through though times before kwisituation ebufana nale, kodwa sanqoba, even nangoku ke sthandwa sam, we will get through this too, I believe in you my love, sizoyinqoba nale, okubalulekileyo ngoku kukuba sibambane. (he looked at me with a smile) Sipho : Ey sthandwa sam kona kunjalo, ingxaki kukuba ndicinga lomthwalo ungaka uzoba semagxeni akho. Me : Yabona ke myeni wam uyiphazama ngokuba nengcinga ezinjalo , zisuse ezongcinga engqondweni yakho sthandwa sam, be positive, yamkele lemeko, woneliseke yindawo uThixo asibeke kuyo, nguye othande kubenje, ikwanguye ozoveza icebo nendlela yoba simelane nazo zonke iingxaki zethu. Khumbula sthandwa sam, sayinqoba lento before ndingaphangeli kodwa uThixo walenza icebo, ngexesha elifanelekileyo wasinika umsebenzi, umahluko kukuba this time lwmeko yehle ndiphangela, ngokuqinisekileyo akuzufana nakuqala. Take it easy sthandwa sam, i will always be there for you, akhonto izotshintsha, zonke ibills zethu zizoqhubeka zibhatalwe ngalandlela bezibhatalwa ngayo, zonke iingxaki zethu zinziwe ngalendlela bezisenziwa ngayo de uphinde ufumane umsebenzi, I…I love youso much Mthimkhulu, never doubt that. (he kissed me on my forehead) Sipho : Enkosi Zizikazi, ngamazwi andomeleza oluhlobo, andiyazi ngendiyintoni ngaphandle kwakho. I love you sthandwa sam, (we kissed)…Sigqibelisile ke emswbenzini namhlanje, imali bathe izongena ngomso, next week bathi siyolanda ipackages zethu, sesizobona ngeloxesha uba izoba yimalini. Me :: Akhongxaki myeni wam, kuzofuneka siyihlalele phantsi siyihlele ngendlela lomali, sithathe isixa sayo siyosigalele kwi installment yalemoto uyisebenzisayo sibhatalele noba yi3 months. Sipho : Ngumbono omhle lowo Dlamini, uyathanwa nyani ndim Zizikazi.(ndambona uba uya eba right.) Me : thandwa ndim Rhadebe (we bith laughed, he was cheered up) …Isupper ibiseyilungile, masiye kwelacala siyotya. (Saphakama ke wabe sekebuyele ebuyeneni umfo omkhulu, uSisi dished up for everybody satya, uSipho addressed kids ngendaba yomsebenzi, mna ke ndaba assurisha uba akhonto izotshintsha.) Days pass ke, ooSipho bazilanda ipackages zabo senza ngokwendlela ebesihlele ngayo, I gues letting him knoe he can lay aside the though exterio of manhood helped him a lot ngoba he was getting better everyday, he would honestly share his feelings with me, nam ke i did my best to engage him in heartfelt conversations and affirmed him and reassured him my faith with him.
Posted on: Fri, 18 Jul 2014 08:12:49 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015