Umntu uyafana nespontshi u absorb yonke into usemncane. Ngoku - TopicsExpress



          

Umntu uyafana nespontshi u absorb yonke into usemncane. Ngoku lomlungu ubethiwe ebiza lamdakana ukafile (kaffir), siva kwaye sibona imihlola, abantu bayamthethelela abanye bathi ebenxilile lamlungu ubetha umntu onxilileyo akuthethinto njalo njalo. Zonke ezi zinzame zokwehlisa ifuthe lalanto intle yenziwe nguladarkie kuba kwathina asiyiqhelanga and asifuni uyiqhela into yobona umlungu ebethwa xa ebhanxa sithanda nje ubone abantu bethu besonzakaliswa bebulawa ngabelungu: ezizimpawu zomntu osaqhobosheke bubukhoboka ngaphakathi..udarkie makavuke kusile: siya ekanana osakhalela ubuyela kwaFaro makazanye uba akafuni ayekwe!! If a white calls ukafile (kaffir), if unawo amandla akhe: #khabalonja!!
Posted on: Tue, 11 Nov 2014 11:44:13 +0000

Trending Topics



0px; min-height:30px;"> JUAN GRIEGO. MARGARITA Juan Griego, ubicado a orillas de una
WE HAVE AN OPEN HOUSE TONIGHT CONTACT ME ASAP IF INTERESTED: Small

Recently Viewed Topics




© 2015