Yhuuuuuuu, heee... Njani ndilibale ukuqhayisa (njengabantwana - TopicsExpress



          

Yhuuuuuuu, heee... Njani ndilibale ukuqhayisa (njengabantwana bonke!) ukuba ngobu busuku bendiyotya kwa-McDonalds??? Njani ndilibale ukuthi check-in ukuba 5hrs ago bendisitya khona? Andisena-woooooory!!! Kaloku mna ndiqhele ukuyotya imiqolo ndiye nakwizikopari, nditye umqa-rice and keep quiet kulo Facebook ndibe ndibukele abantu abahamba kwa ezondawo zam bengazixeli xa bekuzo, ntonje bengxola ngalo McDonalds, Steers, Spur, Nandos etc...
Posted on: Sat, 01 Nov 2014 22:15:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015