Yinyaniso uba ndiyayifuna imali, yinyaniso ukuba ndingarhalela - TopicsExpress



          

Yinyaniso uba ndiyayifuna imali, yinyaniso ukuba ndingarhalela uqhuba imercedes benz eyeyam, kodwa zikhona nje izinto endingaSOZE ndizenze ngenxa yoba ndibawela ezi zi nto. Khona xa sendizifumene zonke ezo zinto zimercedes, zi upstairs, zindlu zegolide, zi airoplane then what? Hay bethuna mna ndizakuzisebenzela ngondlela mhlophe not undlela mnyama. Andifuni kuzibhaqa ndisesihogweni sendikhohlwe kushumayela, ndimanuteketa ndithintithe kuba ndisitya isono. Xa iwrongo babhem iwrongo noba ndiyenza behind closed doors, its wrong shem
Posted on: Tue, 12 Aug 2014 08:19:38 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015