yazi umr zen ndlela angekhomhle ngayo eface ungacinga ndingayeka - TopicsExpress



          

yazi umr zen ndlela angekhomhle ngayo eface ungacinga ndingayeka ghezela abantu ngabantu babo bt ndamthanda and ayindithukuthezeli tu infact bendigheza nojabu this weekend uthi kum yathanda nyela abantu kodwa umntu wakho mbi ndithi kuye mamela sisi his face dnt matter its his other beauty that matters n how he protrays it towards me so mntu wakho ngabamgle ebusweni kodwa abe ephathiswe u5mm lol hlekins to bed miss Dr Q
Posted on: Tue, 16 Jul 2013 20:40:01 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015