1 vote= 1 zol of dagga (ngomphi lo mbutho?) 1student= 1 licence - TopicsExpress



          

1 vote= 1 zol of dagga (ngomphi lo mbutho?) 1student= 1 licence ( Im 100% sure ke aba they mistake iDP-duly performed for a DP-drivers permit bayaxoka aba ixesha lalonto lizovelaphi? i min kukho ithousands zestudents apha over iSimulator ey1..seriously??ahg! cumon braz stop fantasizing this is Fort Hare not some institution in Somalia or Zimbabwe where u can bribe abantu ngamafetshu nenyama tell them uba the sky is red while besbona ba siBlue nd stll expect em to blv u kodwa yaxoka ngento abaybonayo) ha a ngaske kuyekwe madoda adivoti tuuu ngekhe...khna kthen kuqalwa ngama Fresher unikwa iRes whle kukho abajongwe kuGraduater oko bengena room? nala Toto lowa aa umcimbi wakhe uyabhidisa ngekhe!! kaloku abantu abazolala VIP lounge bombathe ufele lwenkomo ezi zxhelwa ngase poolside....aa noko maqabane kuyonakala ngekhe!!
Posted on: Sun, 13 Apr 2014 15:40:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015