#27. - TopicsExpress



          

#27. Ndahlala ekhaya ndingazi noba ndithini...ndiye pha or ndingayi. I tried calling Xila again but no response ndaqonda uba mandiye engingqini kaThando ndohlala kuTiti ndilinde maybe I might see him esaya. Ndakhawleza ndaphuma then I locked ndatsho ndaleqisa ukuya..endleleni ndandibaleka maan nangona ndingakwaz nobaleka ndade ndakhulula nezihlangu kuba ndandinxibe gladiators. Ndafika uTiti eme ekoneni with some chics ndambizela ecaleni then I told her everything. Titi : my friend you in deep shit! Me : tell me something I dont know, cela siye kowenu chomy andifuni andibone okwangoku. Titi : masambe friend. Sahamba ke safika kowabo, sama ngasefestileni. After a while sisancokola sijonge efestileni njalo sabona ngoXila esithi gqi wakhweba uThando owayezimele egatin kowabo, but kuba ezenza mdala uThando ndambona ukuba akafuni waziyela uXila kuye. Yhoooo wayemane emkhomba ngeminwe pha kwacaba wacaphuka uThando wamkhaba esifubeni ndandingasoyiki maan, yaqala ifight yaba bay2...lo wayezithembile unguXila wayengabethwa maan nguThando kwafika abantu banqanda yho yayingathi uThando yingonyama elwela inyama yayo yokugqibela. UTiti umane esithi mandiphume andafuna tu ndandisoyika nyan, azange ndambona elolahlobo uThando...I really didnt know that he had a very dangerous and bad side. Ekunqandweni kwabo yagoduka le inguXila, Thando wama kowabo egatini nabanye abantu wakhupha entyi yakhe wayitshaya. Ndaphuma kloTiti sayoma egatini, azange andibone uThando...wandibona ngoske ndikhwazwe yichomy yakhe iyho wandibhaqa and indlela awandijonga ngayo yayingase ndibaleke but wayezondifumana andingombe ndiphambane. Wandikhweba wathi uTiti mandingayi..andaya saphinda sayongena endlini noTiti, yakhala iphone yam and it was Thando calling me. Thando : you better come here before I come fetch you...phuma kulondlu! Me : hayi. Thando : ngoba? Me : benilwela ntoni noXila? Thando : iza Ill tell you. Wandikrweca uTiti esithi mandikrobe efestileni and there he was endilindele, ndandisazi ukuba izoba ngumngcwabo wam namhlanje. Me : Thando goduka nzoza later kuwe. Thando : Ill count to three uba awude uphume nzozokukhupha girl, and uyayazi andidlali. Me : Thando khayeke tu. Thando : 1. Me : ndizoza late I promise. Thando : 2. Me : okay okay nzophuma Thando. Thando : 3. Ndaphuma ndambona ukuba ebesesiza wathi masambe ndaxelela uTiti that Ill be back ndabe ndimbona ukuba uyandoyikisela she looked so worried. Sahamba noThando endleleni ebengandithethisi tu ethe cwaka. Safika kowabo sama egatini. Me : haybo besingazungena phakathi? Thando : ha.a..exe Tracy khawutsho ujola noXila? Me : (silent). Thando : Tracy ndiyathetha or uve gone deaf now? Me : ha.a. Thando : then answer me! Me : (ndijonge phantsi) andijoli naye. Thando : cela undijonge tu. Me : (ndamjonga). Thando : ujola noAxolile na? Me : uAxolile? Haybo andijoli naye. Thando : uAnyonyinye caba limand igama lakhe uyaliphinda. Me : mxim cela singene phakathi tu. Thando : baby andifuni ukungenisa phakathi kuba uyakuphuma ngebhedi yeAmbulance pha. Me : haybo Thando ngoba...ndenze ntoni? Thando : cela undiphendule tu. Me : asijoli babe undincwasile, uyithathaphi eyoba we dating? Thando : kuye. Me : uyaxoka babe uzama usixabanisa. Thando : ngowphi umjita onolwela imedi ayincwasileyo qha? Me : (silent). Thando : usisfebe ngok Tracy? Me : haybo Thando how can you say that to me? Thando : to you? You are nothing but a slut..you are cheap Tracy, you disgust me. Me : hay rha uzenza ngcono kunam, ndijole kanye mna..wena ufebe kangaph? Ungaklinge uzenze ungcwele ngcwele apha!! (Ndandisenomsindo ndaziva sendigqabhukile). Thando : oh uyavuma ngoku? Me : mxim so what? Kwenzekile kwenzekile ke. Thando : let me walk you home. Sahamba ke kuthe cwaka endleleni singathethisani tu. Sisahamba njalo sathi gqi noXila eme ekoneni nechomy zakhe, we were on the main road. Thando : nantsi ne.ow yakho. Me : (silent). Thando : ndiyathetha! Me : uviwe. Wama wandisondeza kuye wathi mandize ngomva and look the other way and I did that, wandisondeza even more then wandibamba with both hands esinqeni..wandiqinisa kengoku and that shit really hurt. He whispered in my ear ndifuna abone ukuba I can do anything to you ekhona and theres nothing he can do... Ndamane ndibangathi ndiyawa andiphakamise sogqiba andibethe emathangeni kodwa engayeki ukundiqinisa..yayingase ndilile kodwa inyembezi zazingaphumi. Thando : awulili futhi caba iswaak lento ndiyenzayo. Then wandiqinisa kakhulu then I screamed..yho it was hell, and guess what lanonsense uXila just stood there then wahamba akenza nix. Ndabona apho that hes nothing but a useless boyfriend with no backbone, uThando wandiyeka ngoske ndimcenge ndicela amaxolo. Then waqhubekeka wandikhapha..wathi akundifikisa he kissed me goodbye on my forehead then said I love you. Lo wayesithi love hurts wayenyansile cuz it hurt emotionally and physically ndazela kum.
Posted on: Thu, 17 Jul 2014 20:23:13 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015