## 43 Asi: then xelela lo Bonga uba awumfuni kaloku, uzoyeka - TopicsExpress



          

## 43 Asi: then xelela lo Bonga uba awumfuni kaloku, uzoyeka ufihla ukhazimla. Me: kunini ndimxelela girl, but akeva sana uthi ndizohlala ndingumntu wakhe until yena andilahle kuba kakade nguye owayeze kum. Asi: yho usengxakini mos and nalo khazimla uyamoyika nyani ubonga. Me: wabona kakubi kaloku uk-zee, he knows what Bonga is capable of. Asi: tjo mara qhubeka umphoxa man ubonga uzode adi- Saphazanyiswa ngu khazimla, wafika wabulisa savuma. K-zee: ey ubonga akasinikanga chance tu. Me: and uyadika yazi. K-zee: I hope akazocingela ke nangoku kuba noko sime sobathathu. Me: lets hope. Iviwe iviwe! bendikhwazwa, ndabheka ibingu Bonga emele kudana apha kuthi ebendikhweba, yhu andadikwa. K-zee: ubona sime sonke ngoku yer, yiya please andikafuni ufa mna, siyagoduka soon. Me: andifuni nje mna. K-zee: do it for me please. Me: yho ok ke. Ndaya kulo thathatha ungu bubi, fika ndama pham kwakhe but kudana kuye ndasonga izandla. Bonga: oh uqonda mawuzincame uze. Me: thetha le undibizele yona uyeke ube ushwaqa apha. Bonga: ubuhlabe inaliti nyani? Me: ewe! Bonga: yhini umosha ngamandla wam angaka,cela undixolele ngokubetha fana, nam bendisenziwa ngumsindo. Me: so wabona uba mawundi rape? Bonga: khange ndenze lonto mna Iviwe, ungumntu wam ndinelungelo lo lala nawe naninina ndifuna. Me: uphambene yazi, if bendinga avoid I drama nesiphithi phithi ngendakubambisa wanya. Sithetha nje ngewuyirhorho usoyikisa amabanjwa. Bonga: Hahahaha, haybo. Nantsi bawo lentsini inezothe ngathi yeyegqwirha elingu tata elifikayo entakathweni yer and yeyona ivela ibangele uba ndiphambene. Ndiye ndaphethuka ndamshiya eme apho ehleka izithunzela lo ungu Bonga. Ndabuyela ku Asiphe no Angel, ndithe ndifika nje kubo kwabe kuvela imoto yo khazimla, andancitheka man. Wahamba u k-zee wayothatha ibag yakhe, bezisa emotweni babuya, sangena apha kwa mfundusi kwathandazelwa indlela then, sagonana bayoqabela sabe sibakhapha. Akho xesha libuhlungu ngathi lixesha lokwahlukana xa nidibana ibayi mincili novuyo kodwa xa nisohlukana zinyembezi nje. Bahamba ke sabajonga bade bayosithela, akwabi kudala yafika neyethu imoto saqabela kuba bese kuthandaziwe mos, sahamba. Khange ndicinge zinto zininzi endleleni kuba bendisozela so ndiye ndalala, Ndazokothuka ufika kwethu. Sathandaza then sagoduka. Kwangena I sms from angel, Emzuzwini ndingenile endlini. nide bahamba? Thina sifike kakuhle Me ewe sisando fika ngoku Him ok will call you later vha Andaphendula, ndazenzela ikofu ndaphunga then ndalala. Ndizokothuswa yi call ka khazimla. Me: hey Him: ndikuvusile? Me: ewe yhu! Him: uxolo vha. Me: its ok sendivukile wethu . Him: Ivi, lento ndizakuxelela yona izakuvisa kabuhlungu vha. ( ndano mbilini) Me: dont tell me ubulele ubonga! Him: ( ehleka) no its not that. Me: oh yeyi ndothukile and bendizovuya phinde ndingavuyi kuba ubuzo banjwa. Him: ngeke ndenze lonto babe, yhini ndingakushiya nabani xa ndizolibala kuyo bhantinta. Me: ndazi phi na. Him: uyayazi mos ndiyakuthanda kakhulu futhi? Me: ewe, nam ngokunjalo. Him: oko bendi lonely yonke le weekend ngathi andinamntu kodwa ndinaye. Me: you are the one who said I must keep my distance nje. Him: I know but sendisitsho nje. Me: oh ohk. Him: cela ungabinamsindo or undilahle, I know I messed up big time and I shouldnt have done what I did. Me: kawude uthethe man nawe. Him: ndino Asiphe, ivi! Hayi man inoba andimvanga kakuhle nhe? Make ndimamelise kakuhle uba uthini kanye kanye u khazimla. Him: uvile? Me; ha.a uthini? Him: ndino Asiphe ivi, Im so sorry. Me: njani? Usukela nini? And why? Him: ngoku ubuye ku Bonga kusasa ndiye ndaxakwa uba ndincokole ntoni no Asiphe so ndamfuna naye wandivuma and enye yezinto bezibangela ndimfune kuba lonely ivi please ungaqumbi. Me: ubungeno thandana kwenye I branch na khazimla. Him: uxolo babe. Me: Asiphe uyayazi ndinawe, njani man akuvume? Him: ndimqhathile ivi. Me: umqhathe wathini? Him: yho, kawuyeke babe torho, cela wehlise umoya please and andimthandi I Asiphe ndithanda wena, which is one of the reasons ndiqonde mandikuxelele ngokwam ungeka yiva ngabanye abantu. Me: ok Him: awundilahlanga Iviwe nhe? Ndiyathambisa uke kwacaca into yakho no Bonga nzakohlukana naye, ndifuna nje andichithise ixesha xa ungafumaneki. Me: ndithe ok khazimla! Him: I love you! I dropped the call. Zabe inyembezi sezileqana ebusweni bam, bekubuhlungu man. Liyinyani elithi ubothemba ilitye kunomntu I mean uasiphe bendi ncokola naye a few minutes before afunwe ngu khazimla, ndimxelela ngalo khazimla umnye kodwa uyakwazi umvuma. Njani na? Wes sikhonza kwi branch ey 1, no wonder ebengakwazi ncam undijonga ngoku ndibuya Kubonga ebesithi ndiyityele le izenza isibethi. Caba uthi thina sowafumanaphi amadoda xa uzoqikelela I two yonke kodwa uyi 1 Ndahleka, ndifixiza ndinjalo. I couldnt believe lento ndigqibo yiva ngo khazimla ibingathi uzophinda afowne athi uyaxoka kodwa tu. Ndayeka ulila and bendinga mqumbelanga ukhazimla at least uye wanaso isibindi sozithoba andixelele ngoku ise fresh lento yakhe and I respect him for that, so ndimxolele. Yazi xa wonwabe nge nyembezi zomye umntu awonwabi kude kuphele and lonto ndiyibone apha kum. Ukhazimla ndamthatha ku Nwabisa, ndiyazi mhlophe uva unaye and I rejoiced in her misery, education kabuhlungu nje mna ndixhelelwe utyebileyo ndibe ndinendawo ezifuna umane ndimkrweca ndihleke isiqhazolo, ndade ndamfungela uba ndizayitya de ayincame indoda ke yakhe de ave ngathi uyagodola kodwa ku shushu, now yenziwa kum lonto ndiva kabuhlungu. Lendlela eveze ngayo uAngel yile ahamba ngayo and naku Asiphe usadlula soze kaloku onwabe nge nyembezi zam and size ndimyekele yena ukhazimla shem, sinose singavani sijongane ngawo khozi uba kuphelele apho. Nzowafaka aphelele amazipho kweyam I angel mntakabhuti. #iviwe
Posted on: Sun, 12 Oct 2014 07:19:26 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015