#71 jah uyifakile lemali uyojonga enkalweni kulo unyaka - TopicsExpress



          

#71 jah uyifakile lemali uyojonga enkalweni kulo unyaka asigoduki,ndiphakame ndijonge sizopheka ntoni kanene ndisangqunga njalo bafike uKhaya nabantwana yoh iqale ingxolo,kufuneka ndimamele ndibaliselwa,u busy ngapha wothula ezizinto ndimncedise sizibeke ngendawo zazo,ndibe ndiqalisa imbiza ngoba ndilapha ekitchen naye ulapha ecalani kwam,abuze. Him:uziva njn lo mama,akangxamelanga kugoduka kodwa? Me:kange athethe ngako,kodwa besivene uba uzohamba asoba ryt. Him:klk abantu abantu abadala baqhele uzenzela izinto zabo. Me:akana choise ngk,uzophakamisa kanzima xa efika endlini u ryt apha,ngomso sizohamba naye? Him:mbuze coz bayamfuna abantwana nalapha endleleni bebendibuza uba uzobuya naye na. Me:ndizomxelela kwaye uzovuma,yintoni enye ozoyithenga? Him:zininzi klk mna zinto zam. Me:ngomso sothengela abantwana sigqibe,uphi na uAyanda? Him:ndakuxelele uba wabanentloni kuba ekubona,soze siphinde simbone lamntu,sigqibe upheka silungise itafile andimboni uMambele,kuphume abantwana nganye nganye,yehake uyabavasa futhi sebagqibile,beze etafileni sihlale kutyiwe. Me:hayi cc awukwazi wena uhlala phantsi. Her:akukho kwanto endiyenzayo pha,ndibaxubele nje amanzi bazivasa. Me:yoh inoba bayakukhumbula,ngomso sizohambani sonke ke,avume,sifake ezazitya pha sihleli ngk sibukele i tv bamane belala one by one semkile noMambele wayolala,nathi sihambe xa siqala ungena e bed(n)ikhale ifoune ka Khaya,ngumama. Him:hello mama unjn? Her:siyaphila nathi,enkc ndiyifumene imali ubulele nakuZenande. Him:usahleli thetha nayeandinike. Me:hello Ma,unjn? Her:ndiyaphila,baphi abantwana? Me:balele Ma. Her:yoh ndiyakhumbula,kukho lentombazana apha. Me:eyiphi ngk Ma? Her:le ibifuna ufunda apho. Me:ibingenguwe na ofuna ifunde apha? Her:hayi Zenande,uthunyelwe apha yena uthi kuthiwa manditsho nimfunele isikolo. Me:yoh,ngk uzoyiva nini wena? Her:bendisitsho kunina uba akazolunga apho ngoba unosapho,wathi unina kange atsho ebethe makaze apha kum. Me:yoh hayi abantwana banjn na,uphi ngk? Her:hayi Zenande akukabethi neXmas,uzophela nini unyaka ndihleli nalomntwana,akakho. Me:mama elixesha? Her:ndikuxelela ungakuxokisi,ebengazolunga apho ebezoniphixanisa. Me:enkc xa umbona,besendiyizisa kum mna. Her:awenzanga nto mntwanam ndiyakwazi uyafana noba ndiyakuzala,nincede ningavumi,uncamise uPhindo. Me:kusasa mama ndizoba nika iphone uthethe nabo. Her:nilale kamnandi. Me:nawe Ma enkc,uyeva ke Khaya lamntwana,akakho ngk endlini. Him:uzozibonela ngokwakhe. Me:thanks God idlule lento yakhe besendiyizisa kum. Him:ndatsho kuwe akukho nto ndinoyivuma icaphazele wena maba jaivele pha kude kunam ndikhulisa abantwana apha,andifuni mlo. Me:thanks Khaya.silale kusasa sithathe i shower,sinxibe siye ekitchen ndenze breakfast kutye wonke umntu,avase uMambele ndinxibise aba bosule bebelele bevasile,ingene lantombazana sibe siphuma,siya e Water front this time,sibathengele bonke,uMambele naye yi part ye family azithathele into ayifunayo,sigqibe sitye,sibuye xa sifika iyaphuma lentombazana,sibeke aba kunye noMambele siye kwa Makro athenge ezinto zakhe uKhaya u good ke kuzo even nezi ziselwa sithi uyazazi,sibuye serhatyela bumnyama,sothule ezizinto,ja umntu kange aphumle Khaya kuzotyiwa ntoni klk sifike sedlula.engekaphenduli kuphendule uMambele. Her:hayi Zenande wena ufuna ubebuhlungu umzimba wam. Me:nditheni ngk cc? Her:jonga imbiza ziyavuthwa akukho inzima. Me:ngk izolo bendikhalazela uvasa kwakho abantwana. Her:nalapho akukho nto inzima ndincedisa nje aba bancinci. Me:ndiphake ke? Her:ungaphaka enkc bendingazokwazi. Me:ndiyakucela ke cc,awuvumelekanga uphakamise nzima okwangoku,andirhaleli uthi xa ndingena kunyango ube uphethe i mophy plz. Her:ndiyakuva,kodwa ezincinci ndizozenza.siyancedisana apha siyaphaka,kutyiwe sihlale,uba kuya ngokwakhe nezizitya xa sigqiba utya akakholwa xa sizishiya i sink igcwele. Me:jonga lomntu umana esiza kusasa zezakhe ezanto,ndincede yonke lenyanga awuphathi niks ngaphandle kwezi zincinci.sivane. Kusasa kuvukwe nguwo wonke umntu,uKhaya uya eMalmersbery andicingi kemna kukude,afounele omnye kwaba asebenza nabo naye uyonqena uhamba yedwa,uJr athi uyahamba naye. Me:Mambele mna naba siyokwenza inwele wena noPhindo nizoshiyeka,athi naye uyafuna u perm(a)masambeni siyofika kuba engabhadli akayiqondi yeyoba eze e salon nomama,senze sigqibe sibuye bengekabuyi,mna yoh ndilibele bendithembise uMama,ndi dial. Her:hello Zenande. Me:uxolo ndilibele naba thetha nabo,athethe no Phindo kuze uInam kugqibele uZizi,andinike. Mna akakho omnye uzothetha naye xa ekhona. Her:uyithini lengxolo ingaka? Me:andiyiva yazi Mama. Her:uyakhula ngk,niyitye kamnandi iXmas bantwana bam nditsho ndonwaba ngk ndithethe nabo. Me:nawe Mama uyitye kamnandi,mhle uThixo ikhauleze yavela le yalomntwana ubefuna uzohlala nathi,,babe befika oKhaya selizotshona ilanga benze legusha ngkukhauleza xa litshona bayigqibe,ahambe lowa kuba seku late akazokwazi ulinda coz ezanto zithatha ixesha zifuna uvaswa kwaye ndi protective ngoMambele. Through Sweat,blood and Tears. Search it
Posted on: Mon, 01 Sep 2014 16:08:35 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015