Admin. Ndicela undifakele ebahlalini kodwa undifihle ndingaveli - TopicsExpress



          

Admin. Ndicela undifakele ebahlalini kodwa undifihle ndingaveli nangonwele. Utsho xasowuyifakile. Im the mother of 2 boys, geeting 34 this month, ndiyasebenza umsebenzi obhadlileyo n opermanent. Im busy nezifunda bcz i want to grow kwi career. Everything nje ngeba ihamba kakuhle in mylife. My kids ke bohlukene ngootata n ndibathole ngoku sendimdala sendicinga ukuba ngeke ndisamthola umntwana n worse i was diagonised with cervical cancer bt ngentlantla ndasinda ndathola nabantwana. Nantsi ingxaki. Ndanditshatile ndohlukana nendoda. Then ndabakwi relationship with a man older than me nge 20 years, he is very good to me bethunana latata undithanda ngentliziyo yakhe yonke. He is married with kids n uyayithanda ifamily yakhe nam ndiyayazi lonto. His wife n his kids ba aware ngerelationship yethu n as much as inoba abayithandi bt they adjusted to isituation. I tried ukuphuma kulerelationship several times bt yho these guys they always fail me. Ababantwana ndibathole ekhona lotata futhi aphoxeke kodwa aphinde andixolele. Ndiye ndafunga after lowesibini ukuba ngeke ndiphinde ndimenzele phantsi shame but now kuneguy efuna strongo ukujola nam, he is nice n well mannered. Thing is naba bedlule babebukeka benjalo kuqala bt umntu ajike. Andazi guyz. Do i give this other guy a chance or do i continue nomadala wam? Thing is umadala wam akafeyli kwandawo ngoba nasebhedini uyandonelisa just that akangowam n nam andizameli ukuba makashiye his family eze kum its been 7 years now bt ndiyayazi indawo yam kuye n i respect that. With him in mylife i get enough time to spend with my family, bt is this really my destination. Im frustrated bcz what if i give this guy a chance andilaxaze naye. Ndiske ndabhideke. Ningandithuka kenina eningcwele kozwa uze uthi undithuka ube usure ngoba eyakho impilo iperfect. Sorry nge essay.
Posted on: Fri, 12 Dec 2014 07:26:28 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015