Amampinga---Eish! Bayachoma ke abo. Amanqabe---Iyatyiwa iWhiskey - TopicsExpress



          

Amampinga---Eish! Bayachoma ke abo. Amanqabe---Iyatyiwa iWhiskey apho akudlalwa. AmaGcina--- You will only get party freaks apho. AmaDlomo--- bane pride enintsi as if bangooMandela bhora! AmaCirha----Pewuuu! Bayawathanda amasiko abo, lelihlobo lenzela iTea uKhokho owasweleka kuDaaaaaaaala! AmaQwathi--- ngekuba ba Business minded qha shame babethwa bubuqaba abantu babantu nc nc nc nc! AmaMfene---ZiiMfene ke ezo no doubt! Physically, mentally even their behaviour! Amaqithi---Pewuuuu! AyiloGqwirha likhwele phezu kwelinye apho. AmaCube---Mxm! abanikisi mdla! OoRhadebe---ziiMomish zabantu, bayafana noChoppa nqwa! Dosini--- umntu ombi waqala ubonwa khona shame. Amangxongo---oko ayebambelele ekufuyeni naseKulimeni, asenjalo nangoku, ayiloqaba libomvu krwee! Amandungwane---Ngabanye abo abasabambelele kwelaaxesha but ke shame bahle bona shame. Qhinebe--- abahlebi abo bodlula noFacebook, but ke shame iMost yabo ziiJournalists! #akutsho_mna :v #beyla
Posted on: Sun, 31 Aug 2014 13:38:10 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015