Chapter12. Andile:ndaqala ukubona ulila babe sukhathazeka - TopicsExpress



          

Chapter12. Andile:ndaqala ukubona ulila babe sukhathazeka va. Me:xolo akazuphinda va. Andile:suwara babe wont let the come btwn us. Me:i Love you Andile Cekiso. Andile:i love you too Zenande Mona. Ndancuma ndasondeza ndamphuza. Andile:14 next week friday sohlala sobabini mosi. Me:Ayicace.. Andile:andisabaweli ulale apha today mntuwam. Me:ndizothi bendiphi ekhaya. Andile:ok ke bby hamba ngo11 ebusuku nzakugodusa. Me:ok ima ndithi kuAya angagoduki. Andile:ok bby uqhama ulele kwichomy yakhe so khange ndipheke.. Me:we can go bye something babe. Andile:founa ke bby. Ndafounela uAya. Aya:ufuna ndizokuthatha. Me:no bra bendizothi ndizogoduka ngo11 so cela ungayi endlini de ndibuye. Aya:ok sweety andizulala endlini kodwa ndisepartini and ndithe kunozala uhleli nam so ungalala apho. Me:ok so why ulahle uAndile.. Aya:hybo why would i do that. Me:kuba ufuna ndijole noLihle. Aya:hy man sis khange ndenze lonto andazi nepassword yakho mna rmember.kanene akayazi ipassword yam uAya. Me:so who did. Aya:ifouni yakho oko ikuLwethu eyicofa nje qha wandinika ngo ubizwa nguLihle. Me:uLwethu soze enze lonto kodwa she is my best friend. Aya:ow so mnaa ubhuti wakho angayenza lonto. Me:i will ask her bra enkosi. Aya:ok sis icondom ungayilibali.ndahleka ndabeka ifouni. Andile:yintoni walost. Me:uthi uAya ndingalala apha. And uthi nguLwethu okulahlileyo not him. Akayazi ipassword yam nyani uAya yaziwa nguLwethu. Andile:now you see why i always say i dont Trust your friend ndithanda uMihle. Me:i love mihle nam but Lwethu sisuka eprimary together. Andile:now ke i hate her angaphinde asondele endaweni emam. Me:bby cela umxolele please.wandisondeza kuye wandiphuza isidala sento. Andile:ukhona umntu ovula emnyango hlala ndiyojongandanqwana wandiphuza ebunzi waphuma erumini wayojonga .ndamva egxola OMG his mom was back. Andile:MAMA YOOH I MISSED YOU GIRLndava behleka emveni koko khandiphinde ndivento. Ndanxiba isikipa sikaAndile. Ndahlala phezu kwebhedi esidaleni waza uAndile engencume. Andile:iza bby come meet my momndakhupha amehlo am onke. Me:hybo Andile. Andile:iza mani bby akazukwenzanto akananduku yena njengotatakho ndambetha egxeni. Me:okwanditsala ndaphakama saya eliving room.his mom was so beautiful yellow bone yakwabani now i see whee my boo got the looks. Me:molo mawaphakama and she huged me. MakaAce:yuuh akamdala umntana kaSiyolise bethunandancuma. Me:unjani ma. MakaAce:am fine sweety khawuhambe wena uyothatha umntanam ke ndibhonde. Andile:ok bby ndizobuya now now.heeh andabinantloni wahamba. MakaAce:phambi koba sithethe sisi ndifuna uthi enkosi nana ngondihoyela intombi yam ebethetha ngosisi wakhe everyday nanamhlanje undibalisela ngonodoli omthengele yena enkosi manxinxi va. Me:ok mama. Her:so my son is inlove this time heeh umntanam uyakhula bethuna. Me:hahahaha. Her:undixelele ngawe nofuna isikolo efort hare and awukafumani. Me:ewe qha ndi Aplaye late but ndine themba kuba i have idistintions. Her:manday sizoya pha i have a friend efundisa pha am sure he can helpyuh andatswina. Me:enkosi ma yuuh enkosi can you please uncede nebest friend yam. Her:yes i wil ndamgona wangena uAndile ehamba noQhama. Qhama:sisi ebenditswikila ubhuti. Me:hy hy sugcola. Qhama:mama ufike niniwayogona umamakhe engesavuyi. MakaAce:ndifike now and ndihamba next week umama uzohlala. Andile:yooh thats great mama her:i know right ok ke guys mandibhonde nosana lwam sotya uNandos wethu ebhedini naku okwenu.. Andile:ok mam goodnightwaphuzwa ngumamakhe baya erumini bona. Me:she is sweet babe. Andile:yeah babe unice umama. Iza masotya nathi bby solala eflatini va.ndavuma.saya in his room sothatha ips nento zolala saya eback eflatini.satya ndanxiba isikipa sakhe sancokola all night salala singenzanganto . Ndavuka kusasa savasa wandenzela ipapa ndatya wandigodusa ndafounela uAya wathi usendlini omama basecaweni naye ufike bengekho ndangena endlini.. Ndathi xandisiya in my room ndabona uLwethu elele phakathi koAya noLihle icango livuliwe. She was naked ndadlula ndaya in my room kema
Posted on: Thu, 08 Jan 2015 08:42:35 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015