Cnt wait 4 th revival hoza sundae uSatana ungcangcazela ngwatyu - TopicsExpress



          

Cnt wait 4 th revival hoza sundae uSatana ungcangcazela ngwatyu asimyeki tu engatyatyazanga unyukelwa nay presure ngk uzoydela inkani kwedin zolala ungatyanga kant ezka khesare ku khesare,kuzo sindiswa,kuphiliswe,kuhlangulwe imiphefumlo emininz owe2 uThixo ligorha emfazwen uzozlandela abakhe.Ngegama lakho Yesu kuguqa phantsi konke...alikhokhw enlinye futhi esingasinda ngalo.....(ecula)sendipha kemna ngk.
Posted on: Tue, 03 Sep 2013 07:27:04 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015