Eish kunzima ukubayindoda uphinde ungalitholi ncam i2ba - TopicsExpress



          

Eish kunzima ukubayindoda uphinde ungalitholi ncam i2ba lokufunda(uneducated) ndibona apha kum ndithi xa ndizikisa ukucinga ndiwabone amanzi anetyiwa sele enqamleza umbombo kodwa ndinethemba lokuba kuzolunga although kuzothatha ixesha,abaphumeleleyo ndiyacela ze bandinyamezele xa ndicela uncedo nam andiythandi lemeko ndikuyo andazi noba sisandla somntu na noba yintando kaThxo bt ndsazoqhubeka ndisilwa kuba andililo ncam igwala ndileli lizincamao cz ndfuna isitya ebumnymeni.Any1 osibonao andiqhweth
Posted on: Mon, 08 Jul 2013 21:58:54 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015