Fihla admn ndiyi ntombi apha engenabazali ndaswelekelwa ngumama ngo-2001 utata wam andmazi nokuba unjan. Ndifundile ke ndayofunda nase Rode junior ndenza u GRD 9 phaya bendhlala khona ndaye ndalala notata wakhona de ndabe ndiya-mitha wabe ekhona lo ndithandana naye phofu wathi mandosulele lo okwi age grp yam. Ngoku ndiphinde ndamitha andaz noba ndimithiswe nguban.. NDITHIN BAHLALI ndyahlupheka nawe ke mthuki thukisa enkos...... #SNAH
Posted on: Fri, 23 Aug 2013 11:51:12 +0000
Trending Topics
Recently Viewed Topics
© 2015