I have been dating my boyfriend for 5 years and sinomntana kunye. - TopicsExpress



          

I have been dating my boyfriend for 5 years and sinomntana kunye. Qho xa kukho i-event emsebenzini wakhe soloko ehamba nam. Ikhona lentombazana aphangela nayo, kudala ndiyazi even before baphangele kunye. Everytime kukho yona soloko sixabana. She will say something ngam ayaziyo ukuba my boyfriend will not like and then pretend ukuba ebengayazi that izakusixabanisa. Even if sisendaweni yolonwabo, she sits and dances naye and make me feel uncomfortable. Ekuqaleni bendicinga ukuba maybe kukhona into abayenzayo behind my back, but she has a boyfriend and ngomntu esimaziyo. Iyandicaphukisa lento, she is too comfortable around my man and naye akayinqandi lento. Ngoku andazi ukuba ndiyi solve njani le problem yam. Andazi noba ndithethe nalentombazana about this okanye just speak to my boyfriend about it. Nicinga ntoni nina?
Posted on: Thu, 25 Jul 2013 09:31:45 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015