I like it ,molweni Abantu bayathanda ubuza ibhasi - TopicsExpress



          

I like it ,molweni Abantu bayathanda ubuza ibhasi ibhaliwe (izinto ezicacileyo)! Here are the tips to answer: 1) Umntu uyakubona ukuba uzamisa imbiza, abuze uyapheka? Yithi ndinapkena umntana. 2) Ukuba uyakufownela ngoo 2 ekuseni abuze ulele? Yithi ndixhela ihagu. 3) Xa ekubona kwi lift abuze uya e ofisini? No, ndilinde i office iyehla. 4) Umntu umphathele iflowers abuze are these roses? Yithi zi carrots. 5) Xa ekubona unxibe iT-shirt ye Chiefs, abuze uliKhosi na? Yithi hay ndiyi Blue Bulls. 6) Ukubona unxibe i uniform yeskolo abuze uyafunda kanti? Yithi No ndiya teacher. 7) In train station: Ulinde itrain? hay ndilinde inqanawa. 8)Uphuma kwa Edgars, abuze ubuzothini? Yithi bendizofuna ispare wheel semoto, sikwi special apha. 9) Xa ekufownela usithi ulele, abuze unxibe ntoni? Yithi irainsuit. 10) Itaxi fare yi R8, then ubhatale nge R10, abuze nibangaphi? Yithi yi backseat yonke. 11) Xa ekubuza uyazelaphi iAfrikaans? Yithi e China. 12) Nidibana e Mall, athi haibo nawe ulapha? Yithi hayi ndise zulwini mna 13) ubeleke umtwana -ngumtwana wakho lo,,,,,,,yithi ngumama wam 14) nikhwela bus eya kapa- tyhini nawe uya kapa ,,,,yithi ndiya nigeria 15)uphethe pen- uzayithini, ,,,, yithi ndizosika sonka
Posted on: Tue, 07 Oct 2014 04:09:39 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015