Insert 1 2014 If I remember ,it was friday Ndincokola nale - TopicsExpress



          

Insert 1 2014 If I remember ,it was friday Ndincokola nale dude ku whatsapp. He Said that He took my number on my facebook timeline °He then salutes Him : Hi Me : Moja Him : U grand Me : Ewe Qomba ndithe fiss ndifuna azxele bunguba Lomuntu!! Him : Ok haay maan ndiythathe ku Facebook no yakho buybhalile Me : Ok Him : Ndingu Liya ndihlala e gunguluza bendifunda EV.M kdala hoko Me : Sethu wase ponana Him : Ndawon eponana koz ndise ponana mna hok Me : Ngakwa rainbow Him : Nam ndipha njeeena Look at His D.P Got bored ,Akandinika Mudla tuu Lomfana !! Me : Okay Him : Cela ukbona Fine Ndathi makahle i ponana ame ngasesdidi ,Waza then ndaphuma ,Yhooo mfokabawo Umhle umfana en Umilile bhabha , Sahla i Sdidi ke while ncokoling sangena i ndongane saya e fanpark °Amaxesha bingo half 9 Ehhhh Wafuna undbamba umntu Me : A.a maan khame Him : Ndakthanda maan joe Me : Haaay Haaay Sundenzi kaka Yazi ndafuna qha nda act :) Ehhhh Sancokola mosa Me : Wenzan for livng Him : Nothing Ndazxelel baa akho life apha Wathi masohlala e stulwen , Sbhanxa Sindim savuma Fika estulwen kwahlalwa , After some few min saphuzana Wafuna khulula ziph Me : Haay Haaay Nto houk Wandbonisa I Goji yakhe Him : Yabo Im horny Joe Me : Haaay Ngoku sies Him : Khandiphe Joe Unento yo charma ke umfana Me : Not apha , Not ever Wandbamba Isandla ,Wathi.Andthandisi kuwe khulula Me : Lol Ehhh ayy.wethu yagula Him : Andhleki ke Me : :v :v Haska ngazoba serious apha Him : Qhwa Impama Ndamjonga ,Ndancuma Me : Khame toq ndibophe hlangu , Nzakupha kakhle kehok ,cela njee undyeke Wandyeka Me : Yabangath khange andibambe ndlela lee ndibaleke ngayo yhooo Ndama phaaa kude kuye Ndamthuka njan , Ndamgqaya wanya ngeztena !! #Amadoda ase Tinarha
Posted on: Mon, 04 Aug 2014 20:27:26 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015