Insert 123 Wahamba unyaka ukuya ngasekupheleni, ngoSeptember - TopicsExpress



          

Insert 123 Wahamba unyaka ukuya ngasekupheleni, ngoSeptember yafika ibirthday yestrawberry, engasaphaphi mntakabawo, engadikwanga ubhuti wakhe :v cos saye sahamba sonke saya eHemingways then sabuya, safuna ijumping castle and invited a few kids from our street, kwamnandi wethu and everyone was happy. All was still good, abazali bam bonke beseright nomzi wasekhaya uhamba kakuhle and everything was right on schedule, kubonakala ba by december yonke into izobe seyiright, sifake i-furniture noNolwazi and all that, then sityhile amatye for ootatomkhulu. Yho how badly I missed them, I wished bebekhona kodwa ke I knew that wherever I am nabo balapho nam even though ndayeka ukuphupha ngabo nje but then I realised that they always appeared to me xa ndibadinga nyan, for ukundibonisa indlela. Ndimbulela uThixo ndibabala ngabo ebomini bam. Wonke umntu eright wethu, Thuli was good, Zik was back at work and she seemed happy so was baby Awo :) and his daddy. Ndakhe ndafownelwa ngubhut Fez esithi uyatshata ngoDec, I was so happy for him. USinazo yena wayesenza unyaka wokuqibela eUJ kwi Q.S I wanted to do something nice for her graduation the following her. ULisa beseyintombi endala ngoku kodwa esahlala kulotata wakhe, umakaz yena andaz wathi or wayaphi....so basically everything was all good. It was now December holidays ndabe ndizocela i-leave kwa early emsebenzini, kaloku I had to prepare for lomsebenzi endiwenzayo ba ekhaya. UZ was very supportive encedisa apho nalapho, even my parents but basically noLwazi and I had things under control. Ndayifumama i-leave like two weeks before the unveiling, ndagoduka nabantwana noNeli, uZ yena washiyeka yedwa. I was a little worried kodwa ndathula, the best thing I could do is trust my husband. Safika ekhaya, engasavuyi uMambhele bethuna, enye into wasigqibela kudala kwa thina, nabantwana ke beyilonto ngoKhulu wabo, I was just happy to be at home kemna. The following day I called Nolwazi wathi uzofika emva kwemini pha elalini. Nyani ke wafika, saya kwa Makhulu. Yhu kungase kuhle ninani. Izindlu zilungiswe zonke and the main house was even more beautiful, I smiled with satisfaction Me: wow akusekuhle Nolwazi: basebenzile ne?...ndavuma nje ngentloko Nolwazi: masingene ngaphakathi ke baby....wandibamba isandla and we went it. Whooo!! It was even more beautiful, the flooring, the ceramic tiles in the lounge, dining room and kitchen were perfect, then in the bedrooms we used laminated wood flooring. Sayongena ekamereni yabo, kwavele kwabuya all those childhood memories Me: bendilala ndodwa kwenye iroom kodwa I spent so many nights in this room, wawungade ucinge ba ndilala nabo....she laughed Nolwazi: ingathi wawutefa wena uzifanela nje nam...I laughed too Me: I miss them so much Nolwazi: me too baby....saphuma sayojonga nezinye izindlu and everything was looking fab, sewelungisiwe namangcwaba. Saphuma apho and drove to town, sazula nje singakhela ifurniture for izindlu zonke, the kitchen already had built in cupboards and the bedrooms too. Sathenga sagqiba lonto esasinako ukuyithenga at that time Nolwazi: ezinye siyokuzigqibezela ekuhambeni kwexesha Me: ewe Ma..... Everything went well and all was in place, even the tombstones. Besekusondele imini yomsebenzi kengoku, yonke nje into iphantsi phezulu nabantu bebuya kwi ndawo zabo zomsebenzi nezokufunda. Thuli was back with her adorable angels, engasathethi uMbali phofu baxabane baphinde bevane noLily. Uboy yena eberight naye, segqibe unyaka and their mom seemed happy. Z also came back and I was happy to see him, ndatsho ndazibona ukuba bendimkhumbula kangakanani. Kodwa zange ahlale ngoba waye wagoduka but ezobuya nabantu bakowabo a few days later. Ngeweekend yomsebenzi, the house was swarming with people abozoncedisa. It was so nice to see umzi wasekhaya come alive again, kungase kuhle maan, I was so proud of the work that my mom and I had done :) . On the day, umcimbi waye wahamba kakuhle, wonke umntu endimthandayo was there to support me, abantu abadala whom I hadnt seen since my grandfathers funeral were there, bendincoma, ndabe ndiyilonto ke nam ndincume kubuhlungu izidlele. Onie was there too kodwa oko ndibusy, ndingenayo ichance yothetha naye but after umsebenzi, I went to see her, ebehleli yedwa kwenye ye kamera Me: hey.....she looked up, her eyes were red Onie: hey....she smiled faintly and I went to sit next to her intle lento oyenzileyo for your grandparents, the tombstones are beautiful, the house is beautiful Me: thank you, are you okay? Onie: yeah, some days are better than others but I miss her...wenza njani wena Lu? How do you keep it so together? Me: akukho lula, xa ndibona abantwana bam bebonke, I always imagine what it would be like if she was still here kodwa I take it one day at a time, it gets better Onie: it still hurts so bad, like andisakwaz nokungena kula room, my little angel. Kutheni nje intliziyo yam ingafuni ukuxola?....tears poured out of her eyes, I felt so bad. Onie and I hardly ever spoke, I should have been there for her Me: uxolo Onie kodwa it wont be like this forever, nawe yide umkhulule kaloku sisi, shes in a much better place ngoku and ebezofuna ukuba umama wakhe onwabe and live life to the fullest Onie: Im trying Me: then you will get there...suzivalela apha, masiye ebantwini...wosula inyembezi and smiled, saphuma saya kwabanye abantu. Ndive ngathi kukhona some commotion in the lounge pha endlini enkulu so ndaya khona, xa ndifika kukhona umakazi. Unxile umnyama tixi! Makazi: nide nityhile amatye wabazali bam ndingekho! Ningabantu abanjani, ye Nolwazi bewukade uphi ngokuya sasibangcwaba aba bantu hee? Njengoba sewusithi gqi uzozenza ihero apha? Mm uyazishinisa ntombi enkulu..hee? Nolwazi: Noluvuyo khawuyeke uzijongisa ngabantu, ububiziwe mos apha ekhaya, sakuxelela kwakudala ukuba sifuna ukwenza lomsebenzi, awabinamdla ngoku ufuna ntoni? Makazi: hay kaloku not sonke sisezimalini kanje ngawe nentombi yakhe le! Awundiboni? Oko ndazalelwa kuloPayne ndizofela apha mna, ucinga imali yayo yonke lento bendiyinya phi? Me: makazi torho ndicela uhlale phantsi, ukhona umntu ozokuphathela amanzi or anything Makazi: heee khanive lenjakazi ka Nolwazi, mm ndamkhulisa ke lo, engenamntu! Ndamthatha, ndamenza owam umntwana wabe engenamntu kodwa ngoku uzibona ebhetele kunam, tshini madoda....ndabe ndidikwe ndikwi qondo lokugqibela ngulomfazi so ndavele ndaphuma before nditsho something Id regret Ndaphuma phandle and bumped into Z Z: hey uright? Me: ja ndiright. Umakazi ukhona though, qalile ngale drama yakhe Z: dont let her get to you Me: I wont...he kissed me briefly and hugged me Z: I dont believe this, the nerve of this bastard....ndaphakamisa intloko yam ndamjonga, he was looking at the gate, ndabona uT esiza ngakuthi. Ndathula wade wazofika T: molweni Me: hi T T: this place looks great, usebenzile Masongo Me: thanks....ndancuma kuba ndibona omnye umntu endamgqibela kudala. Ndabashiya apho and walked to the gate Me: oh my God you made it!...she smiled and we hugged Mahle: uxolo ndilate though Me: ukhona thats all that matters, is this? Mahle: yep this is Pelo Me: oh she is so adorable....ndatsho ndimfunqula molo wena ntombi entle wancuma wazifihla kwi nwele zam Mahle: she is very shy Me: shes beautiful, just like her mommy Mahle: oh thank you, so where are the little ones? Me: yhu abo abangamameliyo! Bakhona apha eyardini somewhere Mahle: Id love to meet them Me: masingene ke miss thing....she smiled sayongena endlini.... Basically the unveiling of my grandparents was a success...nam ndaziva ndixolile kuba I did something for them, as a thank you to all the sacrifices they made for me :)
Posted on: Wed, 22 Oct 2014 06:34:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015