Insert 4 Ndithe ndisathandaza njalo yabe izihlohla lenja kum - TopicsExpress



          

Insert 4 Ndithe ndisathandaza njalo yabe izihlohla lenja kum ndandisendi phelelwe nalilizwi lokhala ndandiyinto nje ejongileyo, inyembezi zide zoma ebusweni bam.....kwavakal i nock emnyakho phofu lomntu uyandidlakazelisa undikrazulela nale mpahla ndiyinxibileyo......waxhuma akayaz noba makathin engqondwen yakhe i think wayecinga ngu Dabs Him: unguban??? And there was no response waya emnyango wavula kanti ngumntu ofuna icuba....wakhawulezisa wamthengisela uthe esamile efuna ulungisa i change, ndaphakama kula bed nge speed(kazi) ndafika emnyango xa ndiqala ubeka inyawo lam ngaphandle wandixhaya ndabuya umva wakhawuleza wavala umnyango....phofu ngoku sise kitchen wayendibethekisa kwi tiles lizwi lam laliphelile vuthu kukhala I managed to grab his balls ndam quiz(a) as hard as i culd ndaphuma ndabaleka ngathi ndikwi marathon nd ma life depended on it, ndayoma ngamangcwaba yaqala ingqondo yabuya xa ndingase Gwaveni(eMpolweni) ndandingoyiki tuuuuuu ndandixolele nofa kwisimo endandikuso Ndafuma indlu eyayibambe ikona ndachopha kwi stop non-sense ndake ndayeka inyembezi zazehlela, ndandinombuzo oyi 1 qha ingaba u Mama no Makhulu abayiboni na le meko ndiyiphilayo Andithi ndikhule kusithiwa abantu abaswelekileyo bayabona kuthen mna ndisehlelwa zizinto ezinje bt thn ndazixelela ukuba #No maan this is nt a movie Ndihelei apho nalo mibizo ingena mpendulo kwade kwasa phandle, ndaphakama xa ndibona i taxi ziqalisa usebenza ndayoma ngakula Shop yayibhalwe VukuZenzele zonke moc itaxi eziya e town zazidlula pha.....yathi kanti u Sis Nokuzola i chomi ka mama indibonile,ndabona ngomntu sendikrweca Her: kwenzeka nton Cc? Zange ndiphendule ndavela ndamshiya apho ndangena endleleni ndabaleka phofu ndibaleka phakath-naphakath apha ezimotweni.......ngela xesha ndandifuna nje utshayiswa yimoto kuphele ngam bt i guess Jesus had sumthing in store for me Ppl began to think tht am just a mad lil kid, or shuld i say u bherhi cz ndandijongwe nje ngabantu abanye besith hay inoba uyaraka lo Ndasuka ndahlala phantsi ngakwa 1........kwaya kukhanya mpela kwaphuma ilanga kengk, ndazibuza ukuba ndizoyaphi andinabani apha emhlabeni uThixo ubathathile abantu abandithandayo bt thn i tought of my Uncle ndaphakama nday endlin yakho Ndathi ndisangena emnyango, wavula izandla wandi hug(a) wabe ebunyembezana i culdnt even say a word isingqala endandinaso.....ndandinesgaqa apha kum entliziywen thn he only said 3 words to me nd i think i rilly needed tht love Him: i love u I just looked at him in disbelief cz ndagqibela uyiva ku Makhulu wam lonto, i culdnt help it ndavela ndakhala ubuso bam babuthe fuku kuba alok bendinkalwa kwi tiles, emehlo ebomvu krweeeeee Him: hambo hlamba sothetha ugqiba kwakho His wife gave m clean towels nentp zonxiba.....they had a cute lil boy named Zusakhe Zuss: tata utheni u Cc elila? Him: une sisu esibuhlungu nawe uyalila xa sibuhlungu nhe?? Zuss: ewe kodwa mna ndisela ukrakrayo Him: owk ndzomnika hambotheng chips * he handed hm a R2 coin* Waphuma wabaleka, i guess i rilly needed tht father kinda love nam bt my Dad was way far to being tht caring nd lovin perspn wayefuna tywala qha.....i missed bein a lil kid into owawuyicinga ngo popeye nodlala qha Ndaphakama ndayohlamba, ndake ndahlala apha emanzini ndazimamela nd kwabuya yonke lanto ibisenzeka i culd still smell his cologne emzibeni waz....his sweat sies! Ndithe ndisacinga kwanqonqozwa apha e bathroom Mna: kukho umntu! Him: khawulezise Ntombi uyafunwa apha.... I just thought of u Sis Zolie, nyan ndakhawulezisa ndaya e lounge ndithe ndisaqala uphakamisa amehlo nde ntla namapolisa no Dabs nalanja yakhe Dabs: qonde mawuzo zimela apha emveni kwala mahlazo uwenzileyo rhaaaaa ubukucinge nganton uzifunela endoden yam Cc Mna: ndavele ndama ndomile apho Police: molo Cc uyabaz ababantu?? Mna: ewe tata ngu Dabs wam no Bhuti lo uhlala endlin Dabs: usathi Dabs ntoni ungathi ndingu K wakho nje Police: Cc yima alok!. Dabs: mxm Police: lo Bhuti ke Cc uthi wena izolo ebusuku ungene e roomin yakhe wafuna ulala naye ngenkani! Mna: haibo Bhuti *i interrupted* Bhuti: nyayibo nyuti nton? Police;, bt ke asingeni ndawo apho qha u Dabs wakho ufuna la mali ingange R3000 umnke nayo pha endlin Mna: *nyembezi yanangath ziphume e tappin* Police: cc yayaz le mali Mna: hay tata andazan na mali mna....he wanted to ra...pe me u Bhuti Dabs: suxoka maan Uncle: *he was lukin at me helplessly* Police: khawume Dabawo Dabs: ayingo mntwana ka Bhut wam futh le njakaz! Oko ndandijongile yayingath umphefumlo wam uyaqhawuka i guess sasi over istress awyendiphathise sona uThixo even though ndandiyaz tht kuzolunga Yaphakama lantombi yanqutsuza imbombozela Her: ndizonyisa umntu ngeyam imali ke mna Bhuti: ngathi ngwuyi khupha Cc cz awudanga wandifumana mna target yakho Baphuma #BomiBamQueenstown
Posted on: Mon, 17 Nov 2014 23:05:25 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015