Insert 4 The next day I woke up got ready for school then - TopicsExpress



          

Insert 4 The next day I woke up got ready for school then ndahamba I didnt wait for Loot today cause bendingafuni sibonane... My friends were already waiting for me at the school gate except for Lunathi. Me: Hey guys Them: Hi Me: Uphi u Lunathi? Lihle: Akazuza namhlanje Me: Ngoba? Lihle: Long story, khonakutheni zungangeni ku MXit izolo? Me: Bendilele guys khange ndikwazi Lihle: Hayi ulala early kulonto uphosiwe nangu Lunathi Me: Kwenzekani kanti? Lilitha: Few years ago ngoku sasifunda u Grade 6 u mama ka Lunathi watshata omnye um Rasta wase Jamaica then oko ebem abuser umamakhe Me: Yho, thats bad morc.. Kodwa u Lunathi ingathi u right akananto nje Lihle: She is good at hiding things Me: So uphi u tatakhe u Lunathi? Lilitha: Uhlala e Sada but u Lunathi akavumelekanga ambone cause umama wakhe wayenze clear ngoku babe divorcer Me: Yho inzima lento morc Lihle: Kakhulu, namhlanje sizoyombona kokwabo, are you willing to come? Me: Yep sure why not sizi friends kaloku funeka si support(ane) through thick and thin Lilitha:Ewe a friendinneed is a friend indeed Sangena kwi classrooms zethuyabe iyi Math i period safunda bekungekho nto inzima kangako wethu but ibicaca ba u Lunathi akekho so bekuthulekile nje kancinci, nge break saya e Tuckshop sayothenga i lunch. Me: Guys I think mna no Loot siyi item Lihle: Youre not sure dear Lilitha: Khawume Lihle, thetha ke Zaizoe Me: Yesterday we kissed Lilitha: OMG, is he a good kisser? Me: Well I dont know.. Bendingayazi nyani shame kaloku bendisazi fikela kule industry nam Lihle: Ufunda u Grade bani na u Loot? Me: 11 dear Lihle: Huh? I think ndiyamazi marn Lilitha: Umazelaphi joe? Lihle: Ebenga joli no Buhle nha? Me: Lona wase classin? Lihle: Yena kanye Me: Ithini nalento :/ Lilitha: Ubozinceda uvale umlomo ngamanye amaxesha Lihle yazi, dont worry chomme babejola last year.. Me: But why didnt you warn me guys? Lilitha: Hayi besisonqena ukuqedela injabulo and bendisafuna nawe ukhe uyive le Department of Love Affairs Lihle: And umntu uthathwa emntwini chomme akekho caba ude abengowakho Me: Niyamqonda u Buhle guys? She looks horrible ingathi uyabetha marn Lihle: Asobe akubethe marn chomme umdala u Buhle uziqhelile iznto ezikanje Me: Yho We chatted ne friends zam sade saphuma isikolo, guess what Loot was waiting at the gate qha I wasnt sure noba ulinde mna or my classmate :/ Loot: Hey girls Lihle and Lilitha: Hey Loot Loot: Hayibo why ungaphenduli bbe? Me: Oh sorry where are my manners I didnt see you -_- Loot: Yho caba andibonakali, nimenzeni Lihle? Lihle: Aikengoku caba ndiyile material iqala abantu, asimenzanga nto bruh Lilitha: Excuse us, will call you xasise Kfc kwenzela sizoya kulo Nutty Me: Sharp.. We hugged Loot: Come on thetha Me: U... Buhle just came out of the blue wafika sesiya ku Loot Buhle: My Honey boo boo Loot: Awuboni ndi busy Buhlebenkosi Buhle: Yazi wena undibiza kamnandi.. Khona you call it being busy xa ume no mafikizolo Loot: Masambe Zizo tana Buhle: Ow please ngu Zizo otheni lo caba uzofike aqhawule i bond yethu.. Yho u Loot wanditsala kakubi kanjani caba ebecaphukile u joe shame wabe engayihleki u Buhle maan Me: Ngumntu wakho u Buhle? Loot: Ex Me: Ow Loot: Dont worry your pretty head ngalomntana marn oko wayenje one of the reasons ndamlahlayo Me: Spare me the details Oko singathethisani no Loot sade saifka e gaten yasekhaya, he reached for a kiss but I blocked him.. Undenzani lomfana ndimthanda nha.. Ndangena endlini ndanxiba my black skinny ne vest and a pump ndathatha imali then ndaya e kfc my friends were already waiting Lilitha: What took you long nha that bustard could be probably home now. Me: Lets not waste anytime ke Sahamba saya kulo Lunathi safika ehleli e couchn helplessy as if ebekhe watyiwa or something Me: Chomme utheni? Lunathi: My dad.. She started crying Lilitha gave her a tissue wabe u Lihle eyokha amanzi kungemdaka kulendlulu Im sure zazinitsi irote apha Lunathi drink this now, wasela ke Lunathi: He did it again Us: Did what? Lunathi: He raped me Lilitha: Why didnt you tell mom? Lunathi: What would she do cause naye ebe bleeder and andimazi noba umsephi umama. Waqala phantsi u chomme wagixa mchana :( Lihle: Lets call the Police Lunathi: No dont do tha u Rasta uyi friend ye Inspector so akuncedi nto Me: Sizo phone(ela) awase Whittlesea chomme Lunathi: The guy has connection Zizo Lilitha: What do we do kengoku? Lihle: Masithandazeni Lilitha: Ayidingi mthandazo lento idnga i action Lihle: So long masithethe no Nkulunkulu Aike sathandaza ne Triple Ls and a Z mchana a long prayer. Lilitha: Masi cleaneni guys Lunathi: Hayi leave everything like that wena cause izobe iyenye neyo clean(a) Lilitha: Okay I went to the nearest Spaza shop ndamthengela ikota for atye Me: Yitya chomme Im sure youre hungry Lunathi: No thanks chomme Me: Owkay Il leave it her Sam hug(a) then sagoduka sithule kanjani trying to find solutions... #Loot -_# #L
Posted on: Sun, 23 Nov 2014 08:32:29 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015