Insert 56 Salala no nan wam kwasa wapakisha nto zakhe wemka no - TopicsExpress



          

Insert 56 Salala no nan wam kwasa wapakisha nto zakhe wemka no mama I was back kundalashe woba lonely again ndahlala ndacinga ba andikabinalo tu xesha lale fone intsa ndayithatha ndayi pager nje checking few things bendiyithanda ndafaka sim card yam kuyo then nda smsela luyanda Im loving my fone thank you He replied : its a pleasure Ndaya roomin ka bongie ndafika egqibotyisa mivuyo papa Me: hey unjan Bongie: hey fine you Me: Im fine Bongie: akakakufoneli lwandile? Me: no Bongie: maybe you should call yonwa umbuze ayikho le ngoku Me: maybe hey Ndaya eroomin yam ndamfonela yonwa Yonwa: hey mntase Me: hi uryt Yonwa: sharp wena Me: Im ok uphi lwandile? Yonwa: ukona uzakufonela now now Me: ok Nyani wafone Me: hi Lwads: unjani? Me: Im ok you Lwads: Im fine baby listen ungakwaz ukuza apha today we have to talk? Me: sure Lwads: thank you Ndahamba ndayakubongi ndamxelela lwandile uthini and ndabe ndimxelela that akavakali eright tu wathi usis bongie mandihambe uzobona ba sakuthin kumama, ndalungisa ndemka by 12 oclock bendisemont ndafonela lwandile ba azondilanda waza ebengenguye tu ke but his was fine sahamba oko sithe cwaka singathethi sigqibelene ngoku besibuzana mpilo sade safika kowabo sangena ndafika yonwa hleli noAsanda ndabulisa ndadlula ndaya roomin ka lwads Sangena we hugged ixesha elide we kiss endixelela uyandikumbula nam bendimkumbula ke shem Lwads: ndikugalele drink o bisi my lil cat Me: hahaha umuncu kanene drink iright (waphuma wabuya nayo wahlala sancokola nje) Lwads: Im sorry for not taking your calls that night, Im sorry for not calling you back Me: its fine Lwads: thank you I dont know where to begin but lemme start kwi nto ba aba bantu ndihlala nabo abako ngabazali bam Me: how Im lost Lwads: unokuthula no mxolisi aint my parents anyway remember ndikuxelela ba ugogo uthe zendiye emzini wakhe wabe unokuthula engafuni? Me: ewe Lwads: ndaya ke ndafika kuko letter noba about 4 ezichaza ndifike njani kwaba bantu Me: ayisenzima lento Lwads: ya so caba ke ugogo wayeyi nurse between frere and makhiwana Im not sure baby so kucaba ndandinayo famly yam qha sasihlala matyotyombeni apha monti umama notata bengamanxila kuthiwa ke babethanda ulwa xa besele babethane bonzakalisane ngoku ke lomini ndingayaziyo satsha ne hoki lethu my dad, mother, my two brothers no sister wam umna kutiwa ndasinda kuba ndatsalwa ngumntu endingamaziyo Me: that terrible Im sorry you must me going thru ish moc this is a lot to take in! So you parents adopted you? Lwads: no no caba ndaya esibhedlele emva koko kuzabizwa onontlalo umakhulu wandiba wemka nam ogqiba wathi esibhedlele xa kubuziswa ngam andisindanga ndifoke ndafa, so babe wandithiya igama loba ndingu lwandile thats how I ended up here into endonyanyisayo my parents abafuni sithethe ngalento banqabile kwalapha endlini why bengazange bandixelele? Ayo fault yabo moc and andibaqumbelanga umna qha funa nje khe ndive ba yinyani lento akanye Me: Im sure its true kwa into yoba bengafuni thetha ngayo nawe, kunini wena uyazi lento Lwads: july Me: nawe kalok baby ubenexesha lokhe uyicinge lento ubenendlela yo deala nayo so nawe baphe ixesha nakubo akukho mnandi kaloku xa beyazi ba ngoku uyazazi imvelaphi yako and abayaz ntoba awuzoba shiya okanye Ndasondela kuye ndamhugger walila umntu wam ndalila nam bibuhlungu lento shame maan, walila lwandile ndamthuthuzela sade salala ndavula lil bit later engeko next to me esdaleni wangena wahlala next to me Lwads: thank you for being here Me: I love you we gonna be fine one step at a time ok Lwads: yeah ndine picture ndlela umxolisi wayembeta ngayo unokuthula was it the same way ebebethwa ngayo umama ngutata? Okwalomzuzu I dont know noba ndithi enkosi konokuthula for undikhulisa no gogo ngondiba kwakhe okanye ndithi nam ngendafa nabo bonke aba bafayo Me: lwandile I may not understand any of what you going thru ne but be thankful that gogo take you kwesasbedlele, be thankful that you have two parents who loves you so much, be thankful uvuka uphila I refuse ba uzenze lento ayizokunceda kubuhlungu but none of this is your fault o nokuthula so standwa sam baxolele by all means and try to move on baby Lwads: yeah zolo bendikulendawo satshela kuyo abaziwa bazali bam phofu kuko ibobosi kulandawo Me: you will be fine babe I promice Saya ndlini enkulu safika kuko nokuthula ehleli yedwa ndabulisa buza mpilo wandincoma ukunqaba sancokola nje satya savasa zitya solala I ask him to pray with me and that night he did njemba edla ngondihleka xa ndisithi masithandaze before silale So ibiyi 23 ndavuka ndavasa wandisa king lwandile saya officen kamama ndathatha card ndothenga nje nto ezimbalwa ebesingekazithengi wandincedisa lwandile sagqiba ndathenga notywala nje nto ezimbalwa sabuyela office ndathatha istixo sakhuphela zinto motweni kamama ndamxelela azayondithatha bisho ndizabe siya kulo nan wavuma Sahamba nolwandile Lwads: I love you Me: love you too Lwads: so uyayisebenzisa lefone Me: yeap Lwads: and Me: its ok we2 akhonto ingako Lwads: ok baby its nice yazz Me: it gets funny xa ungenamona yazz Lwads: kanti bendinawo ndaqonda mandizibambe ndinentloni nje zabantu ibindicaphukisa la chap iyaphi? Me: hahaha hayi ndingowako phola baby Lwads: ndayaz limke nini elageza unan? Me: izolo Lwads: noba niyadyola nina ukhumbula umntu ombone izolo? Me: awuphambani kengoku Lwads: hahahaha tu kanti Safika kulo nan kuhleliwe kutyiwa nyama kucaba kuxhelwe gusha ezimbini nehagu (bayayibaxa abantu bapha into shem) ndabulisa ndabuza mpilo ndaxelelwa nan usezichomin zakhe semka no siya somlanda sabuya kwahlalwa kwamandi as alwys kwafika Ndabizwa ngu thabo Thabo: zizomhle Me: hahaha I wonder undifuna ntoni Thabo: akhonto ndiyakukumbula qha Me: oh ndiyakukhumbula nam Thabo: heeee ubongie ngudade wenu omkhulu? Me: hahaha ndiyazile undibizele lonto Thabo: ba undixelele yonke lento zakubuza yona ndizakuthengela carry pack and sungxola hlebeza maan bjengam Me: hahaha andisedikwe nguwe maan Thabo: mxm kandiphe number yakhe usuke apha camkwam usisbhanxa moc ndikuthembe kangaka Me: lmao ewe ngu sisi wam Thabo: umhle maan ndiyamthanda khandiphe number yake (ndaminika) wandinika mali ye carry pack Sahlala de wafika mama
Posted on: Sat, 24 Jan 2015 07:12:34 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015