Insert 7 Asie:haibo mama! Police:makuthethe umntu abemnye - TopicsExpress



          

Insert 7 Asie:haibo mama! Police:makuthethe umntu abemnye ngexesha! Mama:akhonto ifuna ukuthethwa apha bophani lo Satan ungu Themba! uThemba necherry yakhe oko babethe bhunxe beqhale amehlo ngasemnyango ngati babethwe lizulu Police: ok mama ndiyakuva but asivele sibophe nje we follow proceedures,umhm mnumzana(Themba) Themba:ewe police? Police:sizawcela uhamba nawe kukho imibuzo esifuna ukukubuza yona Themba:i knew it! police officers always side with women! how could i kidnapp my child? my own blood and flesh huh? how could i? Police:ndizakukucebisa ukuba ungathethi kakhulu ngoba yonke into oyithetha ngalomzuzu unomsindo sizkuyisebenzisa ecourt Themba:no man! andizuthula unobumenemene gqith umthetho! yasondela kuye i g.friend yakhe yathetha naye,i couldnt hear noba uthini kwakusekungxolwa kugcwele abahlali Police:i think you are now ready to go mnumzana akaphendula uThemba waya straight kwivan wavulelwa lelinye ipolisa,yemka ivan..kwakungekho nento ethi thiki ke kum ndandingamazi nomazi loThemba anyway . Asie:yooh sana bendsesendleleni eyokhupha imali yohamba emall,ndzokubona xa ndibuya ungakhe ulinge uphume ngala gate undincede!*laughing* Me:hahaha hay andizuhamba mna. Ndakhapha uAsie ndamjikisa egatin babe sebehamba nababantu belokishi bathanda umgosi,lotata wasekhaya wayengabethelwa nangu do wayebukele ese next door ngoku kwenzeka esisphiti-phiti yabe ihleli emotweni icherry ka Themba i guess she was scared of my phsyco mother..my only stress was my mother kengoku iworse wayehleli yedwa kengok endlini kungekho nala noqatito unguLeletu,ndadlala into engapheliyo esantini..to my very big suprise ndeva ngomama endikhwaza ngendlela endingazange ndamva endikhwaza ngayo Mama:Nhu! ndaxhuma ndama ngeenyawo ndamjonga,i couldnt believe my ears bendifuna aphinde akhwaze ngok ndimjongile Mama:Nhu awulambanga mntanam? Me:eh..hay mama ndihluthi Mama: ooh izongena endlini litshisa kakubi elilanga uzawgula. i didnt hesitate ndagxanya uyongena endlini,i didnt want to spoil that moment,ndangena ndachopha esofeni wandijonga wancuma andayaz noba mandincume,ndihleke or ndiqumbe Mama:balisela umama kemntanam kwenzeke ntoni izolo etown. I told her everything except uncle Georges part Mama:and then laphone ubufowne ngayo ibiyekabani.. Heeh haikengok ndazulisa but ndade ndaybalisa Mama:uyabona ke la bhuti uhambe namapolisa ayingotatakho tu ngu bhuti owayethanda undibetha ngoku ndandimncinci nangoku uzophinda andibethe uba akabanjwanga,uyafuna umama wakho abethwe wena? Me:hay Mama:uyabona kemntanam,wena uzoxelela amapolisa ukuba wathathwa ngula bhuti etown wakukhwelisa emotweni wakusa ku uncle George wena waba iphone ka uncle George wafownela uAsie aneh? I nodded and ndandizxelele ukuba ndiyazicengezela ndifuna uthandwa nam so ndizawvuma yonke into athi mandiythethe Mama:good girl,uzawthi uthathwe nguban etown? Me:ngula bhuti uhambe namapolisa Mama:ukuthathe wakusaphi kanene? Me:ku uncle George Mama:uye wakwenzani uncle George? Me:uye wandikhulula Mama:goood girl *watsho endiphuza* i was so amazed iv never seen her so nice to me..waphakama ecula wakhupha iyoghurt efridgen wandityisa kwabe sekufika uThemba namapolisa wangena seyebhiqa uThemba Him:hay nyan ngoba bendingasoze ndishiye umntanam pha ningase nindibambe uba niyaqonda Police:err Mr Ngumla uyasiphazamisa sigqibile ngawe size apha entombini encinci. lakhupha isweets empokothwen Police:hey ntombencinci awfuni nazi isweets awufun uyobona izinja zethu? Me:ndiyafuna Mama:no..she wont be comfortable around strangers,why wont you do it in the car? Police: ok its fine,masambe siyotya iisweets emotwen ntombam. Ndajonga kumama Mama:asoze bahambe nawe mntanam ndingababetha,nizotya iisweets emotwen qha. The police led the way wandifunqula umama ungalibali uba ubuthathwe nguban etown she said whispering in my ear safika emotweni ndangeniswa nama police ay2,bandinika isweets to soften me up bendibuza uba ndifunda bani but bade beza epointin Police1:heeh izolo ubungekho apha ubuphi? Me:bendise town Him:haybo uyintombi endala uhamba itown? ubuye nabani? Me:nala bhu..hay no Asie Him:utye yonke into wena pha ndiyakubona nje,nibuye nini kengok? Me:khandibuye mna Him:khandikubone njena mna pha etown ubuphi? Me:ndiye..bend i froze for a moment Me:ndiye ndathathwa ngulaabhuti benihambe naye Him: ooh niye nayaphi? Me:siye..ndi..uye wandisa ku uncle George Him:nguban uGeorge? Me:yichomy yakhe Him: oh niye nenzani pha Me:uye wandikhulula u uncle George Him:ebezakuhlamba? Me:e..hay..andmaz Him:ebephi yena utatakho? Me:ebehambile Lajika lajonga kwelinye Him:i think we are done for now Police2:yeah saya endlini Police:Mr Ngumla we are arresting you for ukutengisa ngomzimba womntana n kidnapping Themba:what? wat are u on abwt? Police:u have a right to remain silent they handcuffed him bamfaka kwi van bemka,my mother smilled xa ebona ivan imka iyotshona,icherry yona yayngati iphambene ecang kwemoto ikhala
Posted on: Tue, 28 Oct 2014 07:19:36 +0000

Trending Topics



www.topicsexpress.com/Holiday-Deals-Lupo-Womens-Second-Skin-Long-Sleeve-Turtle-Neck-topic-768378039878318">Holiday Deals Lupo Womens Second Skin Long Sleeve Turtle Neck

Recently Viewed Topics




© 2015