Insert 81 Zahamba iintsuku ndayo bhala Thursday, kwaba Friday - TopicsExpress



          

Insert 81 Zahamba iintsuku ndayo bhala Thursday, kwaba Friday ndalungiselela ukuya e Carletonville savumelana ngoku dibana e taxi rank no Lebo, before ndi phuma ndamxelela ukuba ndiya phuma wathi yena sese ndleleni eya e taxi rank, ndaqabela I taxi yayondi beka e rankini ndafika u Lebo sephaya , we shared a hug, Me: “unjani mara?” Her: “ndiyazama sani, akukho lula” Me: “yeah ne, masiqine lovey” Her: “eish ingase ndingabikho ngomso, I cry everytime xa ndicinga ngo gogo ilizwi lwakhe livele litsho ezi ndlebeni zam” ndase ndane ntliziyo ebuhlungu, amehlo agcwala iinyembezi Me: “ukubakho kwakho emngcwabeni kuzoku xolisa, uzatsho wamkele ukuba ugogo akasekho, angangabikho nathi apha emhlabeni kodwa uzakuhlala ekhona ezi ntliziyweni zethu” zaqengqeleka iinyembezi, bendingayiva nam la trip yayi ngase ndibe kude…ndandi ziqinisile ngo mama kodwa bendisohluleka ngo gogo, Her: “eish mntase sukhala kaloku” wandosula iinyembezi wagqiba wandi hug, Me: “I miss her Lebo” Her: “I miss her too, masiyo bhalisa” ebelila naye, sahamba sibambene ngezandla sayo bhalisa saqabela itaxi eya e Klerksdorp from there siqabele eya e Carletonville, sahlala e backseat wahlala ngase festileni ndahlala ecaleni kwakhe, umntu wafaka I earphones zakhe, bendi mamele I Gospel ndabeka intloko yam eligxeni ika Lebo yahamba I taxi. Ibinde indlela ne, sade sayo fika e Carletonville saqabela eziya ekasi, oko sithule apha sehla apho kumele sihle khona saya kwa gogo,besekuse mini bekugcwele kukho ne tent ngaphandle, sahamba sayo ngena endlini xa singena ngomnyango wase kitchen yayingathi ndizoku mbona u gogo,ndatsho ndamkhumbula xa esithi “ngane yam” mxm ubomi mara, saya e roomini yethu safika kukho u Mamncane, Katlego nabanye oosisi sabulisa sayoba hug, Kat was like “girls zam “, I faked a smile ndayo faka I bag yam kwi closet u Lebo wafaka eyakhe naye, Mamncane: “zinjani I exams ladies?” Lebo: “kubhalekile aunty, thanks to uncle Luzuko” Mamncane: “yeah, ushilo wathi uzokhona ukuni tshela kahle” Me: “I wish besiyizwe ngaye,kodwa siyi bone ku facebook” Lebo: “yho ungasayithethi Mahle” Kat: “sorry guys, bendiyazi ukuthi anikayivi” Lebo: “yeah, whatever..so mamncane, kuzo ngena umthandazo tonight?” Mamncane: “yeah nana” Me: “yho” siye sahlala sancokola, besi baliselana ngo Gogo izinto awayezithetha kuthi ne waye zenza sabe sihleka no hleka. Kuye kwatsho I knock emnyango sathi makangene, kwangena u tata, Tata: “molweni” Us: “ewe” saphakama no Lebo saya kuye wasi hug ngexesha elinye, wagqiba wayo bamba abanye ngesandla, wacela u Mamncane ecaleni, baphuma. Late siye saphakelwa satya then kwangena umthandazo thia khange siwu ngene, besizi valele e roomini ubungele e ntenteni wona, bebenga vakali abantu abathethayo bebevakala xa becula qha, ngabo 10 u tata weza wazo valelisa wathi uzakusi bona ekuseni uzolala e town e hotel. Bebu ngahli tu ubuthongo ngoba busuku, kwaku nzima ndandi sithi xa ndivala amehlo ndivele ndicinge u gogo. Ndiye ndade ndalala ndavuka early xa ndijonga ixesha ibingu 05:00am ndaphakama ndanxiba I gown ndayo vula I curtains ndajonga nga phandle. Yazi umntu xa umthanda kuba nzima ukumlibala, yayiza kuba lilanga elide eli nzima eliya kum, ndandi ngazazi nokuba ndiza kwenza njani na ukuze ndiqine. Ndiye ndeva umntu ondi bamba emagxeni ndabheka ibingu Mamncane, ndajika ndajonga kuye wandibamba izandla zoyi 2 Mamncane: “morning” Me: “hey mamncane” Her: “ulele njani?” Me: “beku nzima ulala, ndiya phinda ndivuka early futhi” Her: “kuzolunga nana, kumele uqine u ma ebezo funa uqine naye” Me: “ucabanga ukuthi u gogo ubulewe yi high blood?” Her: “yeah” Me: “yazi ncane ndingu lo Samke ndinguye ngungenxa ka gogo, ndandi spoilt ndingamazi u hayi, I’m not saying abazali bam zange benze umsebenzi oncomekayo kum, bawenza ngoba bandi khulisa, kodwa u gogo wandenza ndatshintsha kwezi zinto bendizenza, wayengandicengi waye ndixelela into ngobunjalo bayo. Nokuzo funda kwam apha zange andicenge wandi xelela ukuba siyahamba qha” Her: “yeah, ngu mama lowo wajwayele ukuthi ligotywa lisase manzi” Me: “ndizomkhumbula yho, infact I miss her already” Her: “I miss her too nana, kodwa kuzomele simkhulule umsebenzi wakhe abewuzele emhlabeni sewugqibile” Me: “yeah unyanisile” Her: “come here” we shared a long hug, sayekana wathi mandiyo hlamba ngoba baninzi abantu abazo funa ukusebenzisa I shower, ndayo hlamba walandela savusa noo Lebo sinxiba iilokhwe sonke nezilamba bekuse winter kaloku, sathwala entloko besi lungiselela ukuyo bona umzimba, ubuzoku fika ngo 07:00, siye senzelwa ukutya u 07:00 wabetha sesi gqibile. Siye sabizwa kwathiwa umzimba sowufikile, hayike sase sathembiselana ngoku phuma e roomini iphone yam yakhala ibingu tata, wathi mandi phume ndiye kuye ndaphuma e roomini ndabe sendimbona ndalandelwa nangabanye, I casket ibi bekwe e livingroom ibi khutshiwe I furnisher ku empty, salandelelana kubonwa isidumbu kuvakala zonke iintlobo zesikhalo yenye nje into ibindiza entloko leyo ngento edibene nomngcwabo, mna bendihamba phambi ko tata, kuthe xa kuyi turn yam ndase ndatyhafa amadolo kodwa ndazinyanzela ndajonga phantsi kwi casket ndambona umakhulu we ngane hle, khange ndi kwazi ukuzibamba ndakhala ndaya phantsi ngama dolo, u tata wandifunqula waphuma nam phandle, sayo hlala emotweni ndisa khala ndinjalo ndakhala ndaziva ukuba kwanele ngoku, Tata: “kuzomele umkhulule u gogo nana aphumle ngoxolo” Me: “ndimkhululile tata” Him: “ xa ufuna umntu wokuthetha uyayazi ukuba ndi khona andithi?” Me: “ewe tata” Him: “good o Mayoyo sebeku futshane banga fika na nini na” ndancuma, bendimkhumbula u Ano shem qha besizaku bonana ngexesha elibi, kwamisa imoto emva kweka tata ibiyeka Xolani, “naba sebefikile” saphuma no tata nabo baphuma emotweni bekusa vakala izikhalo endlini, bengasebahla u Lihle no Xolani bebenxibe ii suit ezimnyama ne shirt ezi white, no mamazala wam :p echophisile sana engaqhelwa, sayo bulisa ndaba hug bonke, xa ndi hug u Xolani wandihlebela “iyakufanela I qhiya mamuStuurman” ndahleka, utata wathi uyo tshintsha yena, MakaX: “u right my baby?” Me: “ndiyaphila ma unjani wena?” Her: “ndiya phila nam, ndiya xolisa ngalento yehlileyo uqine sana lam yeva” Me: “ewe mama, enkosi” Ano: “ke ngoku sisi uzongena emngcwabeni unxibe kanje” X: “ikhona into e wrong ngale mpahla ayi nxibileyo dan” Ano: “khawuthule gqada mbekweni andika fiki kuwe”sahleka no Lihle MakaX: “Niqalile ke nina nobabini noba seni hambele na” Ano: “ayindim oqalileyo ngulo” watsho emolathe ngentloko” MakaX: “uXolani ngubhuti wakho, yijonge into oyithethayo kuye” Lihle: “ucinga sethethile u Mayoyo” Me: “ayi, ndicela ukuyo tshintsha tog yiza sambe Mayoyo” sahamba saya endlini e roomini safika o Lebo sebenxibile, ndazisa u Ano kubo ndanxiba nam Iye yangena inkonzo yoku gqibela ka gogo , as expected abantu bathetha kamnandi ngaye, kwayiwa ema ngcwabeni, nalapho yahamba kakuhle into ndabona u Malume(utata ka Lebo) esihla iinyembezi, xa kuhla ibhokisi wakhawulezisa wazo sula. Siye sanikwa I roses uba sizi jule engcwabeni, salandelelana ke ndava ngo gulukudu, sabeka sonke ibingu Lebo ebe wile, luckily akawelenga engcwabeni wakhawulezwa waphakanyiswa ngu Lihle nangu Xolani bahamba naye wabe elila, ndava umntu ondi bamba isandla ibingu Ano, Ano: “usisi Lebo ebewa nxibela ntoni ama kwayi-kwayi xa enga kwazi ukuhamba ngawo semwisa nje” ndancuma, Me: “akawiswanga ngawo love” Her: “oh, caba uwe kabuhlungu shem ngoba uya lila” Me: “ewe nana” kuye kwa gqunyelekwa kwatyhilwa ilitye, ela laphu lasuswa ndim no Katlego, ngoba u Lebo ngulo uye wawa, u Mamncane walifunda, kwagqitywa sagoduka sayo hlamba izandla. Mna no Lebo beku mele sibuyele e bloem kwangalamini ngoba besi bhala Monday ebese ngcono kokwaku lila ebekwenza emangcwabeni, siye satya nje kancinci then sayo tshintsha savalelisa ebantwini sahamba. #Unathi
Posted on: Tue, 13 Jan 2015 20:20:14 +0000

Trending Topics



left:0px; min-height:30px;"> Its sad when i think about it. To grow up mad envious n jealous of
Rape Joke The rape joke is that you were 19 years old. The rape
ez05c4ka8 Kafka Museum Shop, Old Town, Prague, Czech Republic -
apakah arti diri dan jiwa ini.. bila hidup hanya ber orientasi

Recently Viewed Topics




© 2015