Insert 9 I got home and started cooking,I was happy kakhulu futhi - TopicsExpress



          

Insert 9 I got home and started cooking,I was happy kakhulu futhi yho but the sad part is that akahlali apha uMilontle. Im really looking forward to meeting him,njengoba kuthiwa yi player nje maybe Ill change him.Ill give him my all so surely well be together for a very long time.Bendinqunqa ikhaphetshu,I didnt realise that Im smiling because bendikwi deep thoughts.Mama walked in. Mama:Hehake yintoni ntombi wancuma wedwa?wasuke waneengcingane. Me:Im thinking nje wethu mama. Mama:Unenkwenkwe entsha? Me:Yho hayi kengoku mama andinankwenkwe. Mama:Lets get things clear,youre not supposed to be friends with Nosiphiwe.Mdala kuwe and usemncinci wena,uzokufundisa iimikhuba umncinci. Ehee!Uyayona kengoku yonke lento umama.She cant choose who I become friends with and she wont.Kanti yintoni i freedom of choice. Me:Akazonditsala ndenze imikhuba uNosiphiwe mama,I wont do something that I dont want to do. Mama:Uzokufundisa amakhwenkwe.Ufuna ukuba namava?ngoba yena unamava. Me:Mama what does freedom of choice mean kanti?I can be friends with whoever I wanna be friends with mna mama. Mama:Freedom of choice?that doesnt exist in this house. Khulu naye wangena. Me:Andizoyeka ukuba yi tshomi ka Nosiphiwe mna. Khulu:Uyazithanda iitshomi,nezi ndala kuwe awukhethi.Uwoah kobhulwa kuseliwa. Mxm kungase kubhulwe kuseliwa kalou,ba righ ootshomi bam ngoku banje.I like having mature friends and I dont see anything wrong with having them. The day finally ended and mama ebengandithethisi kuba ndingamamelanga xa esithi uNosiphiwe yi bad influence.Not that I care anyway,andithi naye zange akhethelwe ukuba makatshomane nabani.I might be her first born mara that doesnt mean uzondiphatha kwinto yonke.Bendingqengqile ngoku thinking about this Milontle guy,mmmmh uyababa mtshana vha!The idea of dating my neighbour is a bad idea,right?I know mara why do I have feelings for him if its wrong?Its the first time a guy makes my knees go weak like this and Im not letting go of this opportunity,maybe this time around Ill experience le true love kuhlala kuthethwa ngayo.Still on those thoughts I recieved a call from my father. Me:Tatam Tata:Mafungwashe,unjani? Me:Im good n you daddy? Tata:Ndi right nam mntanam,uyakukhumbula utata. Me:Nam I miss you njena tata. Tata:Awuzoza for the holiday aphekhaya? Here we go,here we again.Uyayazi nje ukuba umama would never allow that,wayethe uzondiva mhla ndana 18. Me:Andizoza tata,uyamazi umama wayethe ndiyoza kokwenu when Im 18 and now that you got a wife and a kid I dont think ebenyanisile nangalo 18 years. Tata:Yaya you both have to accept the fact that your mom and I are history. Me:That Ill never accept ke mna tata,you belong together.Having me as your first born was a sign that you must marry my mom. Tata:Mntanam stop holding on to the impossile. Me:Mna tata I pray that one day you realise that you belong with my mom,not that so called family of yours. Tata:Stop praying for the impossible Yaya mntanam. Me:God is able to make the impossible to be possible tata,nowam umthandazo uyawuva. Tata:Lilonke uthandazela i divorce yethu Yaya? Me:I didnt say that. Tata:u Uminathi uthini ngaye? Me:Yena utheni? Tata:Ingathi uphuncukwa sisimilo kodwa mntanam. Ebekadephi na yena?ngesiqokele kaloku ukuba ebekhona singade siphuncuke. Me:Xolo tata. Tata:Awumfuni no Uminathi.He is your brother,ningabantwana bam nobabini Yaya futhi ndiyanithanda. Me:Point of correctionhalf brother. Tata:Andithi no mamakho unomntwana and you have accepted him,uhluleka ndawoni ukwamkela owam? Me:Okey ke tata you got a point there,Ill think about accepting him.As for your wife hayi ncama tata. Tata:First accept my son then uzobona by the time goes on ngonkoskazi wam.Kodwa Yaya uzomthanda,usindisiwe n naye uzokuthanda Me:Awusam promote nje. Tata:Nyani Yaya. Dont get me wrong ndiyamthanda utata and I have forgiven him n ukwamkela umntwana wakhe ndingamamkela but as for ukwamkela his wife hayi andazi not ngoku. We slept,kwasa then the following day I recieved a call from Nosiphiwes number. Me:Hello Him:U sharp? Mmmmh yila cream no doubt,kwase kwatshisa ngaphakathi.I felt goose bumps,my knees going weak I swear if my insides were made up of chocolate they would have melted. Me:Ndi sharp,wena? Him:Ndim uMilontle maan mfethu,bendicele u Nosiphiwe ukuba andicelele i number yakho. Me::Oh ebetshilo. Milontle:Uthi uthe ze ndizizele? Me:Ewe nditshilo. Milontle:Ndicelukubona late. Me:Phi?:-) Milontle:Ngase Scrapyard. Me:Okey. Milontle:Sure ke mfethu,ungandiphoxi neh? Me:Soze Okey okey!Ndiyodibana naye?like really?I cant wait.
Posted on: Mon, 15 Dec 2014 09:01:11 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015