#Insert53# Ndayo vasa ndanxiba ke saphuma ndabe ndizoyo celi - TopicsExpress



          

#Insert53# Ndayo vasa ndanxiba ke saphuma ndabe ndizoyo celi leta ku dr ke saya nyan wasinika zay 2. Sahamba ke. Kungo June ngku ndine 6mnths yayingat ndine 9mnths tyo ndlela le sasisikhulu ngayo isisu sam, ndandizcaphukela shm ndimbi ndityebile, bt ndandba sure nge ntloko yam yona intle noba umntu undbona ububi bt ibe intle yona,ndinochuku bt shm waye understandr u unath ngba ndinjenje nguye ,ndabe ndizoba no boy kwako Ngenyi wkend ndihamba no boy sisiye spar(yayindidika shn I germiston I wes ngku sendimbi so ngoba I mall yethu no Siba yeyakhe no spar wethu uyi1 yonk nje into siyendawen enye. Xa siphume spar gqi ngo siba uhamba nomntana ka cc wake( usemhle lanti ndala ingat u wes ngku) Ndaqonda ndizokwenz ngathi andimboni xa ndihamba Boy: nazo nanku tata, watsho esiya kuye (Yinton le ndiyenziwa ngu lomntana ngoku ndimbi kangaka) Siba: wateketisu boy wakhe weza ngakum n sizohambi ndlela eyi 1 Siba: hi makaboy Me: hey Siba: u ryt Me: ndisharp wena Siba: ndi sharp nam, cogratulation Me: thnx Siba: kuthen uske wanje Me: ndinjan( ndiaqonda ndiyamaz uxelu bubi obu) Siba: uske wambi watyeba Me: bendizobhityelani ndi preg ngoba ndiba uyandaz mos naku boy ndandinje Siba: hay wawumhle ku boy ngoku awuhlukanga kwabantu bala mazwe Me: ndandinje naku boy qa ke wawungayboni lonto kuba ibingumntana wakho Siba: if wawunje ku boy ngendaku lahlayo shm or if ubunje ngok ubusey gf yam bendizakulahla shm( hee usile u siba shm hay kancinc so yilento wandishiyisa ngo nwabisa kuba ndandimbi kodwa ndenziwe nguye) Me: hay uyosokola mos xa umithisa ugqibu shiye ubuye xa ephinde wamhle umntu Sibaa: ndiya dlala shm nazozo awuko bad(undqela kakubi lomntu shm) Ndabe ndimaz unyanisile ndiyazaz ndimbi) Sahamba no siba sabe sincokola nje endibalisela ngabantwana besfunda nabo ababonileyo, ndafika mna wadlula yena, kwakuba nzima notyuyi steps, ndafike ndlin ndake ndayozbuka kwi mirror( ndabe ndimbi nyan yinu u snazo ebe slender, ebemhlope, ebene figure, ebemhle ngok ndingu snazo oyi opposite zazo, ndazxelela ngeze ndipinde ndibe nomtwana ndigqibelisile ngalo Wabuyu u unathi waye phangele nga le saturday, wangena ke wasbulisa no boy Me: yhe bbe ndimbi kakhulu nha Unath: waqala wahleka) no bbe y ubuza Me: ndibuza nje Unathi: noba ungambi wena bbe umhle kum n uzohlala umhle (Lol shn akafuni ndityafe shm Kungo July ngku ndina 7 ukarabo wayendhleka evryday esith ndi ngu magogo ndabe ndinguye nyan. Nda decid(u) yeka emsebenzn ndandibulaleka yayingase ndihlale ndilele, ndayeka nyan ke. yaba ngu sept inyanga yam zavalwi zkolo weza kuthi u mama ka unathi ndabe ndizobelekela e Glynnwood e Benoni ngoba bendihamba kwi Gyno yaphaya. Bekumandi uhlala no maka unathi shn naye wabe emgxamele umzukulwana wakhe wokqala. Kunge 29Sep sizhlalele siyazncokolela kuse min kube kho le pain eshoyo esnqen iphindiyeke, iphindi sho iphindiyeke ndise nditshiswe ngu mchano ndiye toilet, iphinde isho kakhulu tyu nditswine babe sebesiza ingayeki tu (ndiqonde ndiya lunywa ke ngoku ngoba ndandinje ku zingce) Bebe sebe phitizela kengoku bekhupa ne bag eneznto zam nezomntana ayokhupi moto u unathi ndibe ndilunywa kengku, cinga uthi ulunywa kufuneka uhle i sters tyo yayingt ndiya fa lamin ndade ndafike zantsi sakwele motwen sahamben saye benoni safika ke sangena ke ndaba sendifakwa kwi strech ndisiwa e maternity ward xa ndifika kwatwa usekude(tyu ngoku ndfa kanje) ndake ndahlala lade lafiki xesha akaphuma umntana kwatwa mkhulu ndizo oparat(wa) ndasiwe theater ke nda oparatwa waphumu ke inkwenkwe ntle ndamnikwa bt wapindwa wathatwa kwangoko, tyo engasenamincili u unathi wamthiyi gama lokba ngu Hlumelo Aftr 3days ndaphuma yabe isebhlungu I oparation yam emane emenza ngokwake ke umamazala bendimncancisa kuphela mna. Zavulwa izkolo wahamba ke ngoku u mama ka unathi sasheka soi2 phofu andkwaz nomhlamba uzingce wayehlanjwa ngumama ndimhlambe xa ena 3mnths mna nalo ebehlanjwa ngu mazalaa. Ndaqonda soze ndihlale apha singazinto sobabini ndizo goduka ndibuye xa ene 1mnth Me: taka bhabha(ebeveske ancume xa ndimbiza nge logama Unathi: makabhabha Me: bbe kunganjan ndigoduke mna ngoba asizukwaz uhlala sodwa nomntaana singamaz n andinokwaz uye pta ku mamakho ngoba klk andizukwaz ulali min yonke ngoba kuse mzin naxa ekhala ebsuku bhabha andizukwaz uvusu mamakho ngoba ksasa uzobe phangela, knti if ndisekhaya ndizolala min yonke n nobu mama uvukile kungcono ngu mama wam uzo understandr Unathi: hay bbe andivumi ngu mntana wam wokqala lo ndifun bonda naye xa ezobuya semdala Me: akazubuya semdala uzobuya xa enenyanga Unathi: hay snazo hay Me: yeka xa ungafun ndagqiba ndamshiya apo (Wabe lele umntana yena) ndayodlala no boy wam ndamshiya empelesu mntan khe Sadlala no boy wam, ndamva ekhala ndaqonda uzommpelesa ngokwake Boy: nazo uyakhalu bhabha Me: utata uyamthuthuzela boy, ndabe ndimve shishizela Waphuma naye waza naye kuthi( ndaske ndamsizela shm) Me: msapha Wandinika ndamncancisa wathulu bhabha wam Unathi: bbe y undenza so Me: ndikwenza njan Unathi: y unga understand nje Me: andihambi unathi awufunanga mos Unathi: bbe akuzuphekwa namhlnje sizoyotya out Me: hamban nindishiye mna Wahlala wathula Ndathatu mntanam ndayo mlalisa ndalala naye Ndabeva bephuma behamba.
Posted on: Wed, 10 Dec 2014 16:09:36 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015