Insert8 Yatsho ke icawe ubusuku bonke uko simane sincumelana - TopicsExpress



          

Insert8 Yatsho ke icawe ubusuku bonke uko simane sincumelana noMva phofu asijampisi sana Njembe ndidla ngodinwa nje xa ndime egubini that day zange ndiqale kuba umva wayepha inguye obetha igubu ndabe ndingamombeleli intwibilapha umfazi wakhe ndimbetha emlonyeni ngengoma esahlabela ndiqiniseke kule yam and ofcoz ke ibandla lilandele mna coz ndingumama President and ndimdala waye ngenaChance phofu kuyo yonke lonto ndandinga mntlami ndihleka ndingahleki ndiqonduba uba ebeyeza lee yakhe indoda ilala kwesi sam isifuba and ndi hotter kunaye ndimshiya emncinci enjeya sana ndingumaGogo onoLine sana uzakunya njembe elibele kunyaba nje Mna ndipha indoda ukutya kwayo sana and ndamonwabisa lo mntwana he just cnt get enough of me ndandiba ngalamaxesha uzobe seyedikiwe coz klk bendizoyikisela kuba ndimdala kuye Icacile ke xeim uba iEngine isanqonqa kuba ndilalazisa abantu abatsha sana indaba ikwe Engine sana The boy is so obssess with me hay inkulu into ekule kuku yam sana futhi ke inetaste ungancama iti uphunge ibholani if yathanda Kungomfundisi aboneli yiyo bayifunapha umntu uyithungatha phantsi kwamanzi sana But ke yena xeim yoyifumana ekunyeni andisamfuni ngk ndibhabhe nabatsha abaHot more than him I kept thinking all those evil thought ingathi andikhosecaweni Mva was realy messing up my mind sometimes ndandiye ndizilibale noba nditshatile and that i am a mother of three kids and that nginguMaPresident The boy was making me feel so young again and it was a good feeling to me Coz yhazi evn if awuyijoleli indoda but xa ungumfazi but there are times when you miss your freedom You knw when you were your own boss and do as you please everytime you want to Miss your teenage life and get to a point where you even ask yrclf if was it a good idea to get married Coz marriage can sometimes feel lyk a trap coz man is always incontroll evn incontroll of your own life too Its more lyk a jail cell where you can do none with out the prison warders approval Yaphuma icawe ke sekusekuseni heeee uMantashana nanko ekhweletela umfazi kaMva isicaco kngk Xa kugqibo phuma icawe ke abantu abango tata xabekhulula izimbatho ziqale zonekwe ecingwe before bahambe khezinbethwe ngumoya Umntu ke uthatha esomyenakhe but that day uMantoshelele wathi kumfazi kaMva makaziyeke into zomyenakhe uzozoneka yena makayoncedisa eKitchene Wahamba umntanabantu xeim but engayiqondi lento Wazoneka uMantoshana gqiba wabuya wabanika amanzi ohlamba Mhhh yayingathi unesithembu mntaka Bawo into ayenzela umyenakhe uyenzela noMva Then sahlala kngk silinde ukutya evn thou bekuzongena u11 but thina besingazumngena phaya besizamleqa eTempileni kwam Satya ke sagqiba besancokola otata ndise izitya eKitchin yhehake ndakrwecwa ngumfazi kaMva heeee hazuba yintoni ke lo Mnka Mva:Mholo mama Mantoshana:Yebo#etsho ngolunya Mnka Mva:Ey andiyazi noba nzoyibeka njani lento Qha ngk iyanditya ndifuna uyiqonda Mantoshana:Yibeke ngale ndlela iyiyo sanalam And kngk utya ixesha Mnka Mva:Yheee mama unengxaki nam Mantoshana: (with a pretending face)haybo uyithathaphi lonto na sana lam hay ndiLost in the mist kengk Xa bekusuke kwathini ngk Klk mntanam uThixo ngelixesha enze umntu uthe umenze ngoko mfanekiso wakhe Wenze umntu ngokufana naye ngk klk sithandwa sam xa ndinengxaki nawe ndoba ndinengxaki noThixo ubuqo Andazi noba uyandiva na? Mnka Mva:Ewe ndakuva mama ndiyaxolisa ke if i got the wrong idea coz realy indlela ondiOver taker ngayo ise yandinika ezinye ingqondo (GIGGLES and whispering)if ubuyintanga yam bendizathi sityela esityeni esinye qha kuba umdala and ungumama onesidima and ndikuthembile mama wam Mantoshana:Yabona ke ngk masiyivale ndiyacinga uba wonele yimpendulo yam mosi Klk akwenzwanga mistake ngk singenzwanga salingana ezinye izinto andinakuzincokola nawe asilingani#Enqume Mnka Mva:Tjooo uxolo mama andiphinde bendizidlalela#edaneee Mntoshana:K (as i walks out uMva ebephuma endlwini) And he picked up the Vibe between us babikhona into ibikhe yaxabaniswa and i could see that he was worried wandiSendela massge ebuza uba kwenzeka ntoni I replied that its a long story but there nothing to worry about everything is under control In few minates sacela indlela ke silibandla sahamba saya eMission Intwibindidina kngk umyeni wam ebekhona all the way and bendixakwe ngamaqhinga odibana nomva coz bendimfuna nyhani apha kum tjuuu ndimgqibele nini klk tjuuuuuu ndingavuma notyelwa naphi indlela le ndimbawela ngayo xei ingapha kokuqonda tjuuuu noba inye iround ndiyayifuna ndikhumbula nokukubiliswa ngulomntwani ndithi thintsi sana kucacuba ngk nyhani sibambe umcimbi onzima Safika endlini ndaqala ndahlamba abantwana bam bebesebevukile ndithi second born yam le iyintombi yayingathi iyifunde ivaliwe sana ijinga kuMvangeli ingasandenzeli intloni enganqandeki tuuuu sana Ndayohlamba umamazala ndamtshintsha impahla ndamtyisa sendithume nomntwana izonke klk uMva waye sender massage esithi ulambile qha ndasole ndibenzela bonke.....End #Stay Tunned #Diary Continues Admin:Y.M
Posted on: Fri, 22 Aug 2014 03:22:58 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015