Kodwa if iisponsor zotywala bezincedisana nathi zi events - TopicsExpress



          

Kodwa if iisponsor zotywala bezincedisana nathi zi events organisers istandard se events ngesiphezulu kakhulu. Currently, abanye abasincedisi tu kuthwe bhala iproposal uyenze umntu amane esithi mphonele kuyoze kuphele unyaka ethetha lonto. Uthi apho usifumene khona isponsor umxelele iidea yakho ye-event uba ubawela ibenjani umxelele nezinto ozibawelayo zibekhona e.g. Branding, Marquee tents, Financial assistance etc. In most cases bayavuma kwale on the day ye event umtu asuke akuphathele iumbrella neBranding esetyenziswa mihla le kwezitarvens. Ubuthethile naye lomntu wamxelela nge exclusivity yale event wangathi uyakuva. Xa umbuza ngemali athi akhobudget akubethe ngetray nebhotile yotywala. Im assuming sesona sponsorship osifumanayo eso. At the end of the day the small companies will market a gig igcwale zithengwe nebrands zabo but icompany ibenefitter kwintoni? How nice it would be to hv a marquue tent kwi event eseKasi and proper branding like wall banners that we see kwezi events sizibona eTV. We are talking about branding that will help change the face of the event. Siphinde sicele uba kwiVIP sicela ibengoDJ bethu bafumane noba ziGoodie bags. Xa kukho iNational DJ baya all out bakhuphe yonke ibudget at times ziyaflopper ezinye igigs. Yintoni lento caba akhomntu ufuna uinvestor kwilocals? Obviously not all of them banjalo but some have really dissapointed us so many times. Abantu bona babona unesponsor and think that unemali not knowing uba sometimes we go deep in our pockets just to make an event possible. Ingaba usebenzisana njani wena neReps zotywala, ithini isolution yalengxaki?
Posted on: Sat, 12 Jul 2014 10:10:22 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015