Masilaleni bethuna! USipho uye e China,xa efika pha alale - TopicsExpress



          

Masilaleni bethuna! USipho uye e China,xa efika pha alale namantombi amanintsi engasebenzisi condom! Kwalile emva kwenyanga wabuya weza emzantsi,emva kweveki ezimbini xa evuka ekuseni ubudoda bakhe budumbile futhi bunombala oluhlaza! Aye kuGqirha,athi ugqirha ifuna usikwa kuba ayinyangeki le imphetheyo,aye komnye nalo athethe into enye! Kwalile ngeloncamela aqonde makaye kugqirha wase china! Afike athi,"gqirha,ndiye kogqirha ababini emzantsi bathi kufuneka ndisikwe ubudoda!" Athi uGqirha,"hayi ayifuni usikwa lento,badlala ngawe abogqirha...." Wathi engekagqibi uthetha ugqirha wabe ethetha uSipho,"yilento bendiyithetha kubo nam,bona bafuna usika qha batye imali ye operation!" Athi logqirha ehleka,"ey ungabathini ogqirha base Mzantsi ngothanda imali! Jonga awuzusikwa budoda apha,ndikunika nje iveki ezimbini obu budoda bakho buziwele Ñgokwabo bungasikwanga!" Wa faintÉr uSipho!
Posted on: Wed, 25 Sep 2013 20:09:47 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015