Molweni, yho inqabelene and Im really sorry but it was beyond my - TopicsExpress



          

Molweni, yho inqabelene and Im really sorry but it was beyond my control. Bekukhona nje imicimbi ebekumele ndiyiqoshelise, kwaye ifuna my full attention. Youl hear about that as the story continues, kaloku ngu life lo so uyaqhubeka akalindanga bani. Anyhow I missed you guys and my passion for writting will never go away hence Im back and trully sorry for just dissapearing, but like I said it wasnt purposely. Hope youl find it in your hearts to forgive and trust me again. Ndizokunikhumbuza apho sigqibelene khona, then continue ngestory njengesiqhelo. UMakazi was admitted esibhedlele and I didnt give a damn, yes I know thats insensitive kodwa ke Im being honest. Sive was a loner, zonke iitshomi zakhe zimshiyile ngenxa yokubalinyoronyoro. UTania yena ebefuna iinwele zakhe ndingazi nokuba uzifuna kubani na, kodwa ukuba uyazibona angazokuzithatha. Rhadi and mama were doing very well njengesiqhelo kephofu. Ohh akho bantu bonwabe nje ngabayana. ULulutho noLunathi ncooo iintsana zam bethuna, baphile qete ababikwa hlaba. Nabazali babo ke(Lutho and I) siyimiqabaqaba ntanga... Bonani and Onie baright shame, nomntwana wabo, Ana too yho bayakhumbuleka qha. Nakwicala lakuloLutho bayaphila torhwana uyeke nje ukunqabelana oku. #166 Lutho: baby uright? Mna: perfect hubby (lie). Bendidikwe finish mna yinto enoMakazi nooBuhle kuba kaloku iqeda injabulo. Lutho: you forget that I know you. Mna: ok fine, baby Im so not ok. Lutho: why is that? Yilento kaMakazi? I noded. Ndiyazi baby, nam ketana andithandi xa. Ephinda ebuyela ezimpilweni zethu. Kodwa ke yifamily ndithini? He made sense and I understood him, kakade you dont choose family, and there will always be a black sheep in the family and I take Makazi as one in this case. Mna: I know baby, Im sorry. Lutho: its ok mfaziwam, and I understand if you dont want to see her. Ndavele ndajonga ecaleni andathetha, I was probably feeling guilty of not being able to support Lutho when it comes to his family kodwa kum ubanam through thick and thin. Mna: no baby Ill come with. Lutho: ok ke mfaziwam. He kissed my forehead then made me lay on his chest. Besisahleli kanjalo saphazanyiswa nguLunathi. Mna: sisi. Lunathi: ndifunulala. Mna: go to your room kaloku tshini. Lunathi: yiza nawe mamakho. Mna: ok hamba ndiyeza. Yapusha iimpundu zayo lanto ukuya ekamereni, ndabe ndizixelele andiyi kwalapho uhlupha gqithi uLunathi. Lutho: *ehleka* itheni ingathi uye usithi nca nje kodwa uyafunwa pha ekamereni? Mna: yho khawundiyeke mna wethu, ngoLunathi ozenza imboza yalapha. We both laughed, uLulutho ebemane esijonga nje ebukele itv, eish ave ezenza mdala lamntwana. Lutho: yemamakho!! Ebendikhwaza kakubi kanjani yho! Mna: ndiyeza Angel kamama bo. Lunathi: yiza ngoku tshin! Yho hayi uspoilt lomntwana soze uve. Ndiye ndathula andaphendula, inoba ude walala cause khange aphinde athethe. Late we did the usual and went to sleep. Savuka the next morning and prepared to go see Makazi, ingxaki ibingabantwana singazi ukuba sizokubathini. I suggested we go with them Ill stay in the car nabo whilst Lutho goes to see his aunt, wavuma sahamba nyani. Besizincokolela nje wethu apha endleleni sade sayokufika, wehla sashiyeka emotweni. Lulutho: uyaphi Lutho? Lutho: pha *ekhomba* ndizojika kwangoku fethu uyaqonda? Ndavele ndaphathwa yintsini yilendlela ebethetha ngayo. Lulutho noded and they fist bumped wahamba uLutho wayokungena. Wabuya after a while wangena emotweni sahamba engakhange athethe. I knew something was up but I didnt want to ask him. Sayokufika endlini oko umntu ethule, ok I made something to eat for my kids and gave them, then poured myself a juice ndasela ndithe chuu ndimane ndijonga uLutho. Esidaleni I heard him talking. Lutho: yho uyagula lamntu Linathi. He said burrying his face on his hands. I looked at him puzzled. Lonto ucela amaxolo amaninzi, ingathi uphazamisekile nalapha engqondweni. Hazba ngawantoni nalomaxolo? Khawvapha kewena. Another one coming later.
Posted on: Sat, 27 Sep 2014 04:41:00 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015