Ndifihle Nosie. Ndiyigal ena15, ngomgqibelo ndandioutele iBF yam. - TopicsExpress



          

Ndifihle Nosie. Ndiyigal ena15, ngomgqibelo ndandioutele iBF yam. Kanti umama uqaphele ukuba andikho, ndathi ndibuya ekuseni wandibetha endingomba nangamatye, ndithi ndasinda ekufeni yinduku. Wafuna nenumbers zaleBF yam wayifounela wayithuka. Ngoku oko ndabaleka ekhaya kupheliveki andiyanga esikolweni, wathi mandiphinde apho bendiyekhona, wandivalela negate ejongisa ngam ebantwini ekuhlaleni. Ndilapha kengoku kuBF wam. Into enje ithiwani? Nosie
Posted on: Sat, 31 Aug 2013 06:40:49 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015