Ndike nda dibana nento ethi,Democracy is more than voting for a - TopicsExpress



          

Ndike nda dibana nento ethi,Democracy is more than voting for a Councillor every 5 Years.To make Democracy meaningful,communities have to be in touch with the work of bla bla bla.Participation helps build an informed & responsible bla bla bla.Ndithe ngo ncokola nesi hlobo sam Esikhanyiselweyo nanga kumbi.Sithi kum hayi bhuti to vote for another Party lonto ifana no one step forward and 5 steps backward mna ngoba mthanjiswa we Nkosi ,uthi ewe i Democracy ilungile futhi isa lungile but zeziphi i challenges i ANC eya hlanga bezana nazo after ithathele kuyo ulawulo kwi National Party.Mna zeza matyala i S.A yayi ntyumpa ntyumpeka kuwo emali eza bolekwa kumanye amazwe.Uthi ngoku kule High rate of Corruption ekhoyo ngoku, dnt you think lolona daka olo dlula olwe National Party?, omnye umbutho omtsha ono phatha onozi bhaqa ukulo.Mna amen nkosi yam.Uthi abantu bakuthi baya vumela uku setyenziswa futhi ngalento bayi sweleyo kodwa banga krotyiswa kwizinto ezizoba ngu mceli mngeni xa umbutho lowo ungeyo ANC use lulawulweni.Let us think beyond limitations bantu bakuthi singa vumeli uku setyenziswa nge ntswelo zethu noku hlupheka kwethu.Vote ANC,i ANC yona must get rid of abantu aba corrupt naba ngazaziyo i Job description zabo qha qwaba. Ngabo aba bagxiba le Democracy ka Madiba.Asina nkomo ze fantesi apha Mntaka Masiza.Ungangu President,Minister,MEC,Mayor,Manager,Councillor,Ward Committees,Cdw s,NGOs,Officials,Grant peyasi,Community members.i ANC asiyo party yo tyebisa iinkomo ze fantesi.Sifuna i Participation yomntu wonke.Ithetha ka ngaka i DA ne EFF if zino phatha singatya i excuse zamatyala enziwe yi ANC i promises doooo.u Teboho zange waxoka.ANC mayi dilishane ne Social dwarfs apha kuyo qha. Abantu ba votele yona.Owam u X ucacile futhi u strate.Amen.
Posted on: Wed, 29 Jan 2014 03:19:09 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015