Ndinengxaki aph endlini,kum nomfaz wm,oko nje sadibana xa sisiya - TopicsExpress



          

Ndinengxaki aph endlini,kum nomfaz wm,oko nje sadibana xa sisiya ebedn,kufuneka ndicnge kuqala ngesidala sam,ndizobanomdla sele sibusy ayiloxesha lide 3m ininzi iwe nd undibeka ityala ngalento uthi ndim onegxaki,mandiye emanz clinic,mn andinangxaki,ndancam­a ndazibela nyani andinangxaki ingxaki ikum,xa ndinaye,ndiye ndamithisa kulendawo bendiyiba,kulapho ndiye ndava inyani kumfazi wm,ukb lonke elixesha ikuye ingxaki nd ebeyaz qha esoyika ukundixelele ngehle ndimshiye,umthetho wkhe akahlalwa ndoda wandothuka nm kude kube kungoku,kuye kwafuniseka ulala notikoloshe wabelekiswa esesebuntwaneni,kb naxa silele ebusuku ndibiwa bubuthongo obusisimanga,ndothuk­e ngentseni,andazi ndithini ngk silwa oko akukho ofuna ukuvuma ityala ndicnga nange divorce ndicingele abantwana kdwa impilo endiyiphilayo ayintlanga zange yantle,ndicela undifihle admn
Posted on: Fri, 14 Nov 2014 15:42:24 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015