Ngxatsho kwakho mawethu,ngokuhlwanje siphethe umba : Emva - TopicsExpress



          

Ngxatsho kwakho mawethu,ngokuhlwanje siphethe umba : Emva kweenyanga eziliqela kungekho zinzo,iqela elikhethekileyo elityunjiweyo kwiANC Youth League eNtshona Koloni, lithi likulungele ukubamba inkomfa yonyulo nakubeni zingekho iingingqi ezimbini ezizezona zinengxaki,iBoland neCape Metro.Umququzeleli kwela phondo,uMbulelo Memani ,uthe ezingingqi zimbini zigutyungelwe ziingxaki eziquka abantu abajoyiniswa ukuba babengamalungu kungalandelwanga imiqathango yalo mbutho. QUEST: Ingaba ukuphuma kweenkokeli zeANCYL zayakuseka iEFF,kuvule isikhewu/umsantsa ongenakuvalwa likhaba leANCYL elikhoyo ngoku? Call: 041-3911 309 sms: 33726
Posted on: Fri, 25 Jul 2014 15:01:30 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015