No 21 Because the business was getting serious I decided to - TopicsExpress



          

No 21 Because the business was getting serious I decided to study business management at Damelin. USolomzi esithi zange wambona umntu othanda ufunda ngathi ndim. So with the lady I met icv yakhe yayingentlanga wayesebenze eSpar wasebenza as an admin assistant. Bendimthanda maan kuba uSolomzi ebengafuni ndimthathe andincedise. He always believed in people that t the right experience for the job. Me : sthandwa ndizakumfundisa umsebenzi Solomzi : why would you waste your time and money ngalo nto Me : baby trust me this will work andinamsebenzi umninzi ndifuna uncediswa. Solomzi : I believe you and I support you. Futhi let me see your financial books. Akazange ke wandibuza ngemali. Because I know I have been keeping everything detail they were perfect. Solomzi :Emva kwethuba efunda esenza inotes I am impressed with them and your turnover is impressive for such a small business. Me : Le businesses management iyandinceda Solomzi : I was worried that you are taking too much with the new storage and employing someone but kuba uzifakile Im very happy. Wabe endicebisa ngezinye izinto. So I called Nobulali ndisithi ndicela sidibane after school besele ndilungiselela naleparty kaAnga. After school sidibana. Saya kulewarehouse yam. Me : sisi ndifuna umntu ozakundicedisa apha so bendicinga wena Nobsie : ohh hayi kodwa sisi wawulevaphi to just come into my life and bring back hope. Me : usubenje kw Nobsie : andikhathali noba ungandinika eyokhwela qha okokuba ndizophuma kukandlu. Me : I was thinking 5 for now. Then sobuya sithethe Nobsie : ininzi naleyo enkosi kakhulu ndiqala nini Me : namhlanje ndifuna ukubonisa how I run and want things to be done. Party kaAnga izakumonotarishwa nguwe. I have Three bookings kuleweekwend. While we were talking the small truck came to pick up izinto for one of the booking. USolomzi wayendiboleke nabantu ababini to deliver and help kwabe sekufika uSolomzi noSam they always came to make sure all is going well. Babevana ke. Kwathathwa izinto sahamba noNobsie siyolanda icake neparty packs. I had a very friendly supplier. Safika kwaBetty. Me : hello mamzo Betty: hey sweetie Me : Im here with new hands to help Betty: I am so happy you finally got help you know she always comes here in a rush. Ohhh you dont know how much she saved me when I was closing down. UBetty ngoncokola hayi. Ndiye ndaliside liner elibali. Sahamba izinto bezihamba right. Coming back home uSolomzi uqumbile yohhh azi ndenzeni kulegem.
Posted on: Sun, 06 Jul 2014 13:15:01 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015