SEASON 2 Chapter 12 Ndalala ubusuku oko ndijijana namazwi - TopicsExpress



          

SEASON 2 Chapter 12 Ndalala ubusuku oko ndijijana namazwi kaKrila. Hee ndiyaqheleka mos, so uAnga uzenzele eyakhe isum ngenxa ka milebe ongu Niniza endimthandayo ofuze uyise nge lwebhe. Yena mntanam akayazanga iyafihlwa into kamama yokuthi shelele .... untsundwana lo unguAvuzwa andimazi ubu fruts ubuthathaphi engenaso nestyle nje ,cause nwele zam uzibonephi bendithwele ibennie inwele ndizi style kakuhle zivele nje ngaphambili zingacaci ba zi Frats cause it was a bit chilly that day ,qha une issues thinking ukwi competition nam. Bendingenode ndiye Menlyn ndiyokhangelisa uSanga iinantsika ndimbi, qha ungabathini abantu abangena style. Ngoba yena unxiba iibootleg nezatop zakwa milady ngathi ziilokhwe zabantu abana 45 naba fully figured kodwa una 26 and about size 34/36 nx jou bloody black forest 2months passed I visited my babies every weekend and I would sleep in the spare room after tucking my kids in bed then crawl back to the Main Bedroom in the early hours of the morning. Liam was so distant ndingamazi ndizomqala ngaphi, we hardly talked about us ....just talking on its own was rare , we would talk when required by our babies. I never asked about Lionel but I heard all 4(Nini,Jr,Lionel and Lee) of them talk on the phone and he only told me that Lionel was gonna visit during winter holidays. My family new I was living alone giving the same story I told Anga of being close to school. He never called after that day, but talked to Niniza often. Sis Mpuci called saying she will be in Centurion for 2weeks because Angas wife was gonna be induced on the day before Ninis birthday so that the twins could share the same birthday as their sister. On the weekend before that week andagoduka ndaye salon kuba ndilungiselela ibirthday ka niniza, zabe inwele zam zine growth eninzi, ndaziwisa ndashiya igrowth iyi afro erich. Ndazivasa ndenza itwist entle eplum, nda shaper amashiya am. On a thursday the day before Akonangas birthday I received a call from Mpuci Me:Hello Mpuci:Hi ,unjan coconut ka mpuci? Me:Ndiright ma, wena? Mpuci:Nam ndiright, ndisuka eairport ,qha ndithe ku Anga masiqale kuwe Me:Okay , so ufuna iAddress? Mpuci:Ee sthandwa Me:Okay, Ill send it now Mpuci:Sure ke Nontombi Me:Sure I sent it minutes later bafoner besithi baphandle . ndaba sign in , bephethe ipizza neplastic enezinto sayongena eflatin yam, bahlala ecouchin. Ndazixelela andizuqumba or ndibe ndisenza izinto eziphansi kuAnga, andizumbuza niks ndifuna babone uba andihoyanga nix le bayithethayo ngam. Mpuci:Inice kodwa le ndaw coconut, ayincincanga kakhulu Me:Ha.a shame , yilento ndfune u1bedroom zincinci bachelor zabo zezestudents nyani Ndababekela ipizza kwi side plates ndagalela ijuice Mpuci:Sendiziswa nje ku supporter lo coconut, andimthandi tu molokazana wam....watsho esolatha uAnga ngentloko Me:Hayi gogo, suthetha ngoo Anga kwam please Anga:Uthetha ngam xa ethetha ngo Avuzwa? Me:I thought nibanye kaloku, noba yinton ke andifun magama enu kwam, Mpuci:Haike ndithule Me:Bendicimba uzobuya noLibo Mpuci:Akakavali kaloku, Me:Mhmm Mpuci:So uzoqala nini uapplyer? Funeka ukhabe usenza kaloku Me:Hayi ndizoapplyer next year, though bendibawela Masters qha ndizokhe ndiphumle ndidiniwe ngoku Anga:Uphumla kwakho kukonqena kwakho Mpuci:Yho ndandicimba nizoba nezidanga, Advocate ne pharmaceutical scientist ....andazi aba athi umntu embi athwale ihelmet....umfanele lomsebenzi we overall namarif Anga:Awuse mama yinto kangaka sis ntombi Mpuci:Hayi ndiyazonyanya ezi cawa zenu, ngese waya kule ka Coconut better akutshatiswa mntu ngenkani kutshata ofunayo Me:Zii mbuqe nyan, utshatiswa njan ungafun?...haska ebefuna naye Anga:Masiyeken maan, please Me:Okay Mpuci:Awukhali qho xa uvuka ecamkwala bhakpoti? Anga:Worse ugeze uyimbize sxhosa wena kuqala Mpuci:Ndimnyama mna ndiyazazi kodwa ndingucikizwa sana...nesishwapa sam ndiyakwazi usinxibela. Lo wogqithwa ndim? Use anxibe ngathi ngu miss wase primary Anga:I wont entertain le ncoko ke mama, Mpuci:Tshi undiqale ndizihlelele, worse akamilanga kakubi myeke ke nje ase abengathi ujaiva iguqa ,amadolo ase amanyane akafun tu ukohlukana Me:Hahaha hayi cela upheze ngoku Mpuci:Ndiyekile ke coconut yam, Yi birthday ka Ako ngomso makalale kwa Anga angayi esikolweni Me:Hayi soze avume uLiam ba makangayi esikolweni, uzanibona ngomso ,le braai yakhe singayenzela kwa Anga. khame ndimfonele ndimxelele nilapha Mpuci:Haike makayondibona Me:Ohhh okay I called him Liam:Hei Me:Babe, can you come through and pick me up after work? Liam:Arent you writing tomorrow? Me:Yes I am, but I wanna sleep at home., and Ninis granma wanna see her Liam:Where is she? Me:At my place Liam:Okay, let me knock because Im gonna delay if I knock off later Me:okay thanx Ndakhulula tracksuit le yohlala endlin, ndanxiba brown skinny jeans,jersey ecream yemohair enazo nee goldish ntoz apha kuyo ingath zii sprinklishiwe, neleather halfboot ebrown nepearls ,ne make up nyana. Hahahaha ;) Minutes later wafika utata wakwam Me:Masole siphumani ke sephandle umyenam Anga:Awyoyiki le kwekwe Me:Haibo ikwekwe ngu yihlo, Anga:Heh sewaphuncukelwa zizimilo ngoku? Me:Sisemaqatheni kwizinto ezinje ngawe...uyimazi maan ,Im sure your titis are dripping milk Mpuci:Uyaxoka coconut umny*sile qha lo ukbona uyipepper mntanam. Yhoo waphoswa Anga rhaaa , Akadiki nalo Lia.....Ndamqhawula esathetha Me:Ha.a yilento isixabanisayo ke lena, liam and I are one, xa uthetha ngaye kum uthetha ngam. So please sis ntombi Mpuci:I cant help it Me:Try harder okanye asizuvana, Anga:Uyithanda nyan na le chap? Me:Im not twisted I would never marry someone I dont love. Anga:Mhmmm ba utsho Ndathathi toiletry bag yam ndayifaka kwi handbang, notebook and text book. Nala plastic bebefika nawo nepizza leyo. Saphuma ndatixa, they signed out uLiam wabe sesezansi, we hugged and kissed ......wasssssha sana ,I wonder zidumaphi ebendiqumbele nje Wathathi handbag uLee waka, ndathathi notebook kuAnga babulisana . Ndababhabhayisa ndayongene motweni Sahamba ndabona siqala esandton, sahlika kwi cakebackery... Wangena uLiam wabuya ne cake azaya nayo esikolweni uAkonanga. Saya kwi outdoor party decor bathi bazodeliverisha nabo friday. Sayothatha abantwana ePta sabuya sagoduka, ndafika nda warmisher the 6slices zepizza, satya ndayolalisa abantwana. Ndabuya ndavasa , ndanxibi pjs .... ndahlala phezu kwebed ndathatha incwadi yam, wayovasa naye ,wothuka xa ebuya ndisahlele bedin yethu. Ebhinqele itowel, ndamjonga ngamehlo asekamereni Me:Can we talk baby please? Liam:Now?I nodded and patted the bed so he could sit Me:Im sorry for everything that happened and for not being obedient and submissive. Just that I wish I could have a say in everything thats happening in this household. I dont wanna be chased out ,I want us to trust each other, have faith in our love, lift each other up when one falls. Master each others weaknesses and build strengthes in them. One thing you should know, I love you more than anyman alive...you are my one and only. My dad would be the only man youd be jealous of not other floozies Liam:Hahaha so my dad in law would be a threat?....mhmmm I dont think so wanqika iimpumlo encumile ndambetha esifubeni. Im sorry too babe, I know Im to harsh but Im work in progress Ive joined anger management classes. Ive even gained my confidence and self esteem. There shouldnt be any secrets between us ,I want us to talk about everything 1st hand , my pumpkin Me:Please never doubt yourself, what happened between you and your dad should be a thing of the past. You aint worthless, you mean more to many people. Whatever that made you think you not the best....tell it your Pumpkin says you are the best man shes ever had, best daddy any child would dream of, best bro, son .... Liam:thanx my wife, no one will ever take your place Me:I know. I wanna join your counselling sessions too Liam:Id appreciate that Me:Ive accepted Lionel , ndiyamthanda as mine Liam:Thank you my angel.....that means a lot. Me:Ndakuthanda ke vha Liam:still pendin Ndancuma , ndasondela kuye ndamphuza Me:And now? He shook his head , ndamphuza samuncana intwende . Wandikhulula pyjama wabe seqina uwhity Me:No foreplay baby, I want you so much...ndabe ndiphefumlela phezulu , akaphozisa maseko wandingena Whoooo ohhhhhhyagquma ingwenya yam nam nditswina Me:Babe ahHhhh ngamshi....ahhHh sukwini yhooo undenzani maan, Liam:Ow babe ,yess whoo Me:Thatha torho Liam wam, yhooo Yabe imilenze ithe saaaaaa, ndimncedisa ingase ndimkhulule uwhity ahlale ngaphathi kum, kwashushu ndaphakathi umzimba wayekelela ndachama naye ngexeshe linye ,sangene ngubeni satipa cum, Saphinda nakusasa ngeculo elinye. Gqiba kwethu savasa sanxibi gown sayovasa abantwana You was crying....Nini blurtted Me:Who? Niniza:You and Youwatsho esolatha mna noLiam Liam:When? Niniza:Now, in your room....you say OHHH yhOo pumpkin Me:Hahahahaha bendithethe fonin Niniza:You lie mommy, daddy mommy was crying and you was crying right? Jr:Pulish nini, loty corner nini, Me:Yes ndoda I will punish nini, in the naughty corner Niniza:No mommy,I hear you was crying ....daddy punish you? Liam:We were laughing, daddy dont punish mommy Niniza:Oooh ohh ahhhh ... I laugh like this now Me:Ok Oko egigitheka uLiam..... Sabasula banxiba nathi sayonxiba sanika niniza cake samculela sabasa esikolweni .... Ndayobhala ndichebeleza ndaye flatin ndiyo pakisha impahla zam. Ndava nge fone inumber ka sis ntombi Me:Hi ma Hayi ndingu Anga, usis ntombi uthi mandizokunika izinto Me:Hayibo iinto? Awkho supposed ukunye nomfazi wakho ezala namhlanje? Anga:Ee maan, ndizakuya cela undivulele sendise mnyango Ndavula Me:Ungene njan ezansi? Akathetha wanditsibela ngokiss uKrila
Posted on: Fri, 26 Sep 2014 18:24:25 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015