Singekalali masithandazeni. Emagameni amathathu eloyise - TopicsExpress



          

Singekalali masithandazeni. Emagameni amathathu eloyise nelendodana nelomoya oyingcwele, Msindisi wethu othandekayo siza kuwe baba ngelixesha,sibonga umusa wakho ongaka osenzela wona,Akekho umntu esinokumfanisa nawe ngenxa yodumo lwakho, Sikunyusa phezulu Nkosi sithiNo one is above you,sithi noba uSatane esemi endleleni yethu kodwa thina siyakwethemba,Sithi noba uSatane engasibasela umlilo kodwa ngeke simkhonze kuba asingobakhe, Hambela Nkosi ezibhedlela,emajele kunye nasezindleleni uncede abantwana bakho kuba badinga wena,bakhona abanye bethu abangenazo indawo zokulala sithi iba zingubo zabo bakhusele kukho konke okubi, Sikhwaza elakho igama baba sithi lohlala lilihle kude kube naphakade,bakhona abanye bethu Nkosi asebephumile endleleni yakho balilahlile ithemba kuba bengakwazi ukulinda sithi bazise ekhaya ubanikeze intliziyo ende bakwazi ukusindiswa, Lala nathi baba sombathise ingubo yemvisiswano Amen If you prayed with us plz shout AMEN GOODNIGHT
Posted on: Sun, 20 Oct 2013 19:20:25 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015