Sometimes one needs to sit down witha a nip of expensive - TopicsExpress



          

Sometimes one needs to sit down witha a nip of expensive whiskey, play your all time favourite song (not u waytjuktja)...langoma kanye ikutsho phayaaa kulandawo eyaziwa nguwe wedwa... Ubethe iqabaza libe linye, think all your problems, and the people that have let you down, ndithetha ngabantu abakushiya ujinga ecingweni kuvuthuza umoya... Think all the hardships you overcame, take a memory lane, ucinge ngezona zinto zibuhlungu ezakhe zakwehlela...#Ubethe iqabaza kwakho... Uziyeke iinyembezi zehle... Wogqiba uthi thanks God im alive, noba andikafikeli kulendawo endifuna ukuba kuyo, kodwa ke ezakho iinceba ziingaphaya kwamaphupha am... Uthi thanks for the good health uphinde phaya kulanto yakho, uzithi nje ngomva wesandla ezonyembezi, zixube naloo mikhunya...uzithlufuzele awumoshi mntu mos uyazililela... Wogqiba utsho ngesngqala, uthetha nawe kengoku uzjonge espilini look how far youve come, you are alone, now go out there and start over,correct your mistakes, and live your life ngalendlela ofuna ngayo wena ngeloxesha sowuqaqanjelwa yintloko kuba kaloku buminca isijwili, uphume apho amehlo ebomvu, uyshiye ngemva iNip yakho, uyofakela unyoko i R500 kwa shoprite, ufake neyomntana... Wogqiba uthi noba ndilivukuvuku, xa abazali neentsana zam zigrand, mna ndingalala nange sonka ne drink O pop... Ubuyele kula nip yakho sowuzofinca...uzilalele tltltl ndiyadlala Ta-Guava
Posted on: Sun, 25 Jan 2015 11:34:15 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015