Sure Majita, Im listening to ladiess opinions on a certain - TopicsExpress



          

Sure Majita, Im listening to ladiess opinions on a certain radio station on a topic based on outcomes of finding love relationships during December Season,and I just thought I should start to share my own opinions with u Majita. Kweziny izinto Ive realized that thina majita siyathanda ukuzenza Low If wawushiye umntu nithandana for your own reasons, WHY uzakuthi xa umbona enomnye umntu ube uphuma izithuba umfuna kodwa u had your reasons for letting her go in your life *Gents* U should know xa ushiye umntu,in particular esakufuna okanye esakuthanda,maybe becoz of into angayenzi kakuhle emehlweni akho, loo mntu uhlala ene wish yokuba ngenye imini ngase untlitheke aph ebomini ubuyele kuye! So nina majita, umntu akakabetheki nokubetheka nako umntu ezenza a looser erhorhozelana nalo sisi,kodwa ukhona lo wamfumanayo ushiya kwakhe lo wayenaye,abe emxelela uba ibharu yakhe anayo ithe-yathi! Yilento afuna uyibona ngawe,and above kuye ngase utye imigqomo Naxa ushiyiwe maan,qokelela isidima sakho and look at the alternatives. Moving on is not always about ukufumana omnye umntu who can do better than lo ukushiyileyo.Moving on with life should be about your next priority in your objectives. At times Pride is a foolish sin,but it can reward your dignity. *I write my opinions*
Posted on: Wed, 03 Dec 2014 09:38:43 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015