TOUCHING PRAYER REQUEST: Molo man of God Im 27 years old ndicela - TopicsExpress



          

TOUCHING PRAYER REQUEST: Molo man of God Im 27 years old ndicela ukuthandaziswa ubomi endibuphilayo andibuthandi bubi ndiphelelwe ngumsebenzi nge 19 May 2014 ndiyazihlalela, ndiyazondla ngoku ndiguquke ndangu MARHOSHA kuba ndifuna ndilale ndityile ndi layite endlini. Andibuthandi ubomi endibuphilayo ntonje andina choice kudala ndifaka ii CV zam kodwa iimpendulo azibuyi. PLEASE MAN OF GOD HELP ME. she use 2 work rescuerant and ukwayiyo ne cleaner bangcwele! When I read this inbox I couldnt hold my self not 2 cry!! Wandivumela ndiyi poste so that nimthandazise nani! Celani umoyoyingcwele anikhokhele ukucebisa nokuthandazela lo sisi if u dnt have something 2 say unga commenti bcs this is a sensitive issue! Njengoba ucinga ukuba le yakho ingxaki iworse kuneza banye other people are going through hell out there! God guid and bless u as u comment!
Posted on: Fri, 04 Jul 2014 10:44:02 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015