USINDISWA NOZWELAKHE Part 24 Into yokuqala ayenzileyo uCindy - TopicsExpress



          

USINDISWA NOZWELAKHE Part 24 Into yokuqala ayenzileyo uCindy ukufika kwakhe endlini kukufowunela uLuyolo. Uyiphendule ebanda ceke uLuyolo icall ka Cindy. Luyolo its not what you think. La bhuti ebendiphe nje i-lift kuba bekunetha, utshilo uCindy. Yenjani le i-lift izakude izokubeka kokwenu and ikwenze ukuba ungaziphenduli ii-calls zam?, ubuze watsho uLuyolo. U-Cindy uye waxakwa kukuphendula lombuzo kaLuyolo kuba eneneni nokuba uyijonga njani lemeko kunzima ukuba umntu oyindoda angacinga ngenye indlela engeyiyo le acinga ngayo uLuyolo. I-phone bendiyilibele apha endlini Luyolo I know it will be hard for you to believe that and I understand you. But you have to believe me, waqhubeka watsho uCindy. Mamela Sindiswa, andingomntana umncinci man. Youve been acting ngathi uqumbile apha for a very long time kanti uyazazi ukuba uyajola. Im not proud about what I did but is this the way you are getting back at me? Ndixelele sisi dont be afraid I can handle it, utshilo uLuyolo. U-Cindy amoma emqaleni amazwi akayazi tu ukuba makaphendule athini. Kwesosithuba kanye uLuyolo dropped the phone unceremoniously without even saying goodbye. Wothuka uCindy yilento yenziwe nguLuyolo because it was for the first time to experience it. Cindy went to her room, closed the door and cried silently. She was beginning to think that she is losing Luyolo over a wrong conclusion that he arrived at. She picked up the phone and called Luyolo again but Luyolo ignored her call. She didnt stop crying and after a while she composed herself. She took the piece of paper on which she wrote Zwelakhes cell number and threw it on the rubbish bin without saving the number on her phone. But after sometime she realised that Zwelakhe was going to assist her to achieve her educational goals. She took that piece of paper from the rubbish bin, entered the number into her phones phone book and threw it back in the rubbish bin. She remained calm wangqengqa ebhedini yakhe. Ek se bro ndiphethe abantwana abantswembu njani. Uphi?, utshilo uBongani encokola noLuyolo efowunini. Ndilapha kum endlini Bora, uphi wena, uphendule watsho uLuyolo. Mamela bro yam ndizazokuthatha apho kuwe sihambe ngale yam imoto uyishiye eyakho, uqhube watsho uBongani. U-Luyolo wayengekho mdleni wayo yonke lento iza noBongani because wayecinga ngoCindy. But Bongani wouldnt take no for an answer. Come on bro why unjena outie yam? Utheni ulahliwe?, Bongani insisted. Luyolo, seeing that he is not winning he decided to agree to go with Bongani. U-Bongani wafika ngesithuba sika 8pm kuloLuyolo ehamba namantombi amabini amahle kunene. Ufike wabetha i-hooter yemoto yakhe waphuma uLuyolo wakhwela emotweni kwahanjwa. The two girls were sitting e-back seat and Luyolo was on the front seat noBongani. U-Bongani wayesazana nenye yalamantombi and then enye iyifriend yalentombi. Bongani was eyeing the friend and he wanted Luyolo to take le intombi ayaziyo. So he suggested that uLuyolo aye kuhlala ngemva nalecheri ayaziyo yena Bongani and then le iyifriend yale ayaziyo ize kuhlala efront seat naye. They did just that. Meanwhile, uCindy yena usahleli ekhathazekile kokwabo ezivalele erumini. Kuthe kusenjalo kwangena i-Whatsapp Message esuka kuZwelakhe. Hello sisi unjani? Its me Zwelakhe. Im not fine bhuti, I cant even chat andinamdla wanto tu, itshilo impendulo kaCindy. Ok I understand. Just wanted to know ukuba uye wathini umfo wakho, but I can see youre not fine. Well Im not fine at all. Ndicela ukuqonda bhuti ukuba wena ungathini xa unokubona umntu wakho the way umntu wam asibone ngayo?, ubuzile uCindy. Well to start of with andinamntu. Inkosikazi yam isweleke about 2 years ago and since then Ive never been with any woman. But to answer your question, I think I would talk to my woman and understand whats happening. Then I would believe what she says if she convinces me. Of course ke ne trust plays an important role, uphendule watsho uZwelakhe. Im so sorry for your loss bhuti but I find it very hard to believe that a guy ingahlala 2 years ingathandani, utshilo uCindy. Wahleka uZwelakhe wathi, Youd better believe it ke sisi because its true itshilo impendulo ka Zwelakhe. Hayi ke usitsho andizokuphikisa, responded Cindy. Zwelakhe asked Cindy, Can I call you? Uvumile uCindy and Zwelakhe phoned. Cindy, like any other woman, wambalisela uZwelakhe intsusa yengxabano yakhe noLuyolo and after their conversation uZwelakhe wayesele esazi into eninzi nge affair kaCindy noLuyolo. After 10 minutes bencokola, bohlukana. bathe sele bohlukene njalo, uZwelakhe wachazela uCindy kuWhatsapp ukuba ukhawuleze wazifumana eza textbooks ebemthembise ngazo. Yho bhuti, sendisoyika nokuphinda ndidibane nawe ngoku. The situation between mna neboyfriend yam is bad as it is now. So, as much as ba ndizifuna ezotextbooks, Im not willing to risk my affair coz I love my boyfriend, Cindy responded. So, uZwelakhe noCindy baya bohlukana olohlobo that day. U-Luyolo noBongani kwelabo icala baqhubekile behamba nalambntombazana mabini. Kuyiwe eCentral eZanzibar Lounge kwafikwa apho konwatywa uLuyolo eziselela ii-drinks zakhe abanye aba bathathu beziselela ii-cider zabo. Kugodukiwe ekuseni ngoo2 amaxesha. U-Luyolo wayesele ethetha into evanayo nalentombi. U-Luyolo wagoduswa ke nalentombazana yena uBongani wahamba nenye le. This time around Luyolo decided to use a condom to avoid what had happened previously. Ekuseni ngo past 5 amaxesha uCindy uye waphelelwa bubuthongo wazikhumbulela uLuyolo wakhe. Ziye zabethabethana iingqondo zakhe. Enye isithi makaqale kuLuyolo before aye kwifuneral kuba wayengekaziphenduli iicalls zakhe, enye imnqanda isithi hayi. YEYIPHI EZAKOYISWA INGQONDO KUCINDY? PART 25 WILL TELL US MORE...LETS WAIT...
Posted on: Wed, 06 Aug 2014 05:06:51 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015